Yiya kwinkcazelo

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Yintoni ngokwenene efundiswa yiBhayibhile? Khetha umxholo onomdla kuwo kule ingezantsi.

Ngaba Ukhona Umntu Owakha Wambona UThixo?

Ngaba iBhayibhile iyaziphikisa xa isithi, “akukho mntu umbonileyo uThixo,” ize iphinde ithi uMoses, “wambona uThixo kaSirayeli”?

Ngaba Ukhona Umntu Owakha Wambona UThixo?

Ngaba iBhayibhile iyaziphikisa xa isithi, “akukho mntu umbonileyo uThixo,” ize iphinde ithi uMoses, “wambona uThixo kaSirayeli”?

IBhayibhile

Funda IBhayibhile NamaNgqina KaYehova

Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile?

IBhayibhile inceda abantu abaninzi emhlabeni wonke ukuba bafumane iimpendulo zemibuzo abanayo ngobomi. Ungathanda ukuba ngomnye wabo?

Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

Ehlabathini lonke, amaNgqina kaYehova anceda abantu ngokubafundisa iBhayibhile. Bukela indlela abenza ngayo.

Cela Ukufundelwa IBhayibhile

Fumana izifundo zeBhayibhile simahla ngexesha nakwindawo ekulungeleyo.