Yiya kwinkcazelo

IBhayibhile

Imvelaphi Nobunyani Boko

Yintoni IBhayibhile?

Qalisa ukufunda ukusebenzisa ilizwi likaThixo.

Ngaba IBhayibhile Ibhalwe Ngobulumko Babantu?

Khawuve ukuba iBhayibhile ithini xa izithethelela.

Ngaba IBhayibhile Ineengcinga ZikaThixo?

Ababhali beBhayibhile abaninzi bathi babhala izinto abazixelelwa nguThixo. Kwakutheni?

Ngaba IBhayibhile Yabhalwa NguMoses?

UMoses ngomnye wabantu ababhala iBhayibhile. Bangaphi abanye abantu ababhala iBhayibhile?

Ngaba Ukhona Umntu Owaziyo Ukuba IBhayibhile Yabhalwa Ngubani?

Ababhali beBhayibhile bathi babhala izinto abazixelelwa nguThixo. Sinokuzikholelwa njani izinto ezibhalwe kuyo?

Ngaba IBhayibhile Itshintshiwe?

Ngenxa yokuba iBhayibhile iyincwadi yakudala, sinokuqiniseka njani ukuba iguqulelwe ngokuchanileyo?

UThixo Waqala Nini Ukudala Iinkwenkwezi Neeplanethi?

Impendulo ikwindlela igama elisetyenziswa ngayo igama elithi “ekuqaleni” nelithi “iMini” kwiGenesis.

Ngaba Isayensi Iyavumelana NeBhayibhile?

Ngaba iBhayibhile iyangqubana nesayensi?

Ngaba IBhayibhile Yincwadi Yabelungu?

Bazalelwa phi ababhali beBhayibhile?

Yabhalwa Nini Ingxelo EngoYesu?

Emva kokufa kukaYesu, kwadlula ixesha elingakanani ngaphambi kokuba kubhalwe iincwadi zeVangeli?

Ukuyifunda Nokuyiqonda IBhayibhile

Zintoni Ezifunekayo Ukuze Uyazi IBhayibhile?

Nokuba injani na imvelaphi yakho, unokusazi isigidimi sikaThixo esikwiZibhalo Ezingcwele.

Ngaba IBhayibhile Ithetha Iziphikisa?

Hlolisisa iivesi ekuthiwa zithetha ziziphikisa uze ufumane eyona nyaniso ngazo.

Ngubani Okanye Yintoni Ilizwi LikaThixo?

EBhayibhileni, eli binzana alibhekiseli kwinto enye.

Athetha Ukuthini Amazwi Athi “iLiso NgeLiso”?

Ngaba isigwebo esithi “iliso ngeliso” sikhuthaza ukuziphindezela?

Yintoni IMithetho Elishumi KaThixo?

Yayinikwe bani? Ingaba amaKristu afanele aphile ngayo?

Kuthetha Ukuthini Ukuba “NgumSamariya Olungileyo”?

UYesu wasebenzisa eli bali ukuze afundise abantu indlela yokuphatha abanye noba basuka koluphi na uhlanga.

Yintoni ITorah?

Yabhalwa ngubani? Ngaba iimfundiso zayo ziya kuhlala zikho, soze zingahoywa?

Iziprofeto Nezinto Ezifuziselayo

Yintoni Isiprofeto?

Ngaba siprofeto ngasinye sekamva sithetha ngoko kuseza kwenzeka? Akusoloko kunjalo.

Athetha Ukuthini Amanani AseBhayibhileni? Ngaba Ukuvumisa Ngamanani Kusekelwe EBhayibhileni?

Funda ngemizekelo yamanani aseBhayibhileni afuziselayo uze ufunde indlela oku okwahluke ngayo ekuvumiseni ngamanani.

Ubalo Maxesha LweBhayibhile Lubonisa Ntoni Ngonyaka Ka-1914?

Isiprofeto ‘samaxesha asixhenxe’ esikuDaniyeli isahluko 4 sibhekisa kwixesha elibalulekileyo kulawulo lwabantu.

Incwadi YeSityhilelo—Yintoni Intsingiselo Yayo?

Le ncwadi ithi abo bayifundayo, bayiqonde baze benze oko ikutshoyo baya konwaba.

Yintoni Irhamncwa Elineentloko Ezisixhenxe ElikwiSityhilelo Isahluko 13?

Irhamncwa linegunya, amandla netrone. Yintoni enye etyhilwa sisiprofeto seBhayibhile?

Limela Ntoni Irhamncwa Elimbala Ungqombela ElikwiSityhilelo 17?

Izinto ezintandathu ezisinceda sazi irhamncwa eloyikekayo elimbala ungqombela.

Lithetha Ntoni Inani Elithi-666?

IBhayibhile ityhila intsingiselo yenani elithi-666 kunye neyophawu lwerhamncwa.

Yintoni IBhabhiloni Enkulu?

IBhayibhile ithi lihenyukazi nesixeko.

Yintoni Idike Lomlilo? Ngaba Liyafana Nesihogo Okanye IGehena?

UYesu unaso ‘isitshixo sesihogo,’ kodwa ngaba unaso esedike lomlilo?

Yayingubani Indoda Esisityebi NoLazaro?

Ngaba umzekelo kaYesu ufundisa ukuba abantu abalungileyo baya ezulwini baze ababi batshiswe ngomlilo?

Ukupheliswa Kwehlabathi

Yintoni Ebonisa Ukuba Siphila ‘Kwimihla Yokugqibela’ Okanye ‘Kwixesha Lesiphelo’?

IBhayibhile yachaza izinto ezininzi ezaziza kwenzeka ngexesha elinye ‘ezibonisa’ ukuba yimihla yokugqibela.

Yintoni Imbandezelo Enkulu?

Iziprofeto zamaxesha esiphelo zichaza ngexesha lokufika kweyona ntlekele yakha yankulu kubantu. Yintoni esinokulindela ukuba yenzeke?

Yintoni Imfazwe YeArmagedon?

Igama elithi Armagedon livela kube kanye eBhayibhileni, kodwa kuyathethwa ngayo le mfazwe kuzo zonke iZibhalo.

Ngaba Umhlaba Uza Kutshatyalaliswa?

IBhayibhile iyichaza ngokucacileyo injongo kaThixo ngomhlaba.

Siza Kufika Nini Isiphelo Sehlabathi?

Ukuze sifumane impendulo, kubaluleklile ukuqonda ukuba iBhayibhile ithi yintoni le iza kuphela.

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo?

Funda ukuba unokulindela ntoni xa uBukumkani bukaThixo bulawula emhlabeni.

Abantu, Iindawo Nezinto

Ngaba UMariya Ngumama KaThixo?

IZibhalo Ezingcwele nembali yobuKristu zinempendulo ecacileyo ngale nkolelo.

Wayengubani UMariya Magadala?

Ezinye izinto abazikholelwayo abantu ngaye azikho eBhayibhileni.

Yayingubani Umfazi KaKayin?

Ukuqiqa ngeZibhalo kwenza sifumane impendulo eyanelisayo kulo mbuzo.

Ibali LikaNowa Elingemvula Enkulu—Ngaba Lenzeka Nyhani?

IBhayibhile ithi nguThixo owanethisa imvula enkulu kuba wayefuna ukubulala abantu ababesenza izinto ezimbi. Bukhona ubungqina bokuba iBhayibhile yabhalwa nguThixo?

Yintoni Ityeya Yesivumelwano?

UThixo wayelela amaSirayeli akudala ukuba ayakhe le tyeya. Yayisakhelwa ntoni?

Ithini IBhayibhile NgeeDinosaur?

Ngaba iyavumelana nesayensi?

Ngaba UThixo Wenza Izinto Ezahlukahlukeneyo Eziphilayo Zazivelela?

Akukho nto eBhayibhileni ebonisa ukuba ayivumelani noososayensi abathi uhlobo lwento ephilayo lunako ukuvelisa izinto ezahlukeneyo zohlobo olunye.

Indlela Okubaluleke Ngayo

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Ndibe Nentsapho Eyonwabileyo?

Icebiso lobulumko elisuka eBhayibhileni, eliye lanceda amadoda namakhosikazi amaninzi onwaba ezintsatsheni.

Ithini IBhayibhile Ngeetshomi?

Iitshomi ezilungileyo ziyancedana ukuze zibe bhetele. Zikhethe kakuhle iitshomi!

Kuthetha Ukuthini ‘Ukuthanda Iintshaba Zakho’?

La mazwi kaYesu abonakala elula kodwa kunzima kakhulu ukuwenza.

Yintoni Endinokuyenza Ukuze Ndizenze Kakuhle Izigqibo?

Izinto eziyi-6 ezithathwe kwimigaqo yeBhayibhile zinokukunceda ufumane ubulumko nokuqonda.

Ngaba Imali Yingcambu Yazo Zonke Izinto Ezimbi?

Into edla ngokuthethwa ethi “imali yingcambu yazo zonke izinto ezimbi” ayisuki Bhayibhileni.

Iingxaki Zemali Namatyala—Ngaba IBhayibhile Ingakunceda

Imali ayiluzisi ulonwabo, Kodwa imigaqo yeBhayibhile emine ingakunceda kwizinto eziphathelele imali.

Ukuphila Nesifo Esinganyangekiyo—Ngaba IBhayibhile Ingakunceda?

Funda ngeendlela ezintathu ezinokukunceda unyamezele isigulo esinganyangekiyo.

Ithini IBhayibhile Ngokuziphindezela?

Amacebiso eBhayibhile ancede abantu abaninzi bakwazi ukungaziphindezeli.

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Xa Ndixinezeleke Engqondweni?

Kukho izinto ezintathu uThixo azinika abantu ngesisa ukuze banyamezele iimvakalelo zokuxinezeleka.

Ngaba Unqulo, UThixo Okanye IBhayibhile Inokukunceda Ubuthande Ubomi Bakho?

Funda indlela ukuba ngumhlobo kaThixo okunokubuphucula ngayo ubomi bakho ngoku nakwikamva.

Ithini IBhayibhile Ngokuzithanda?

UYesu wathi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.” Wayethetha ukuthini?