Yiya kwinkcazelo

UYesu

Ngubani UYesu?

Ngaba UYesu Wayeyindoda Nje Elungileyo?

Isizathu sokuba uYesu waseNazarete abe yeyona ndoda inempembelelo eyakha yaphila emhlabeni.

Ngaba UYesu NguThixo USomandla?

Ngaba uYesu wathi uyalingana noThixo?

Kutheni UYesu Ebizwa Ngokuba NguNyana KaThixo?

Ukuba uThixo akazange abe nomntwana ngendlela thina bantu esiye sibe nabantwana ngayo, uYesu unguye njani unyana kaThixo?

Ngoobani Abachasi-Kristu?

Ngaba uyeza okanye sele ekho?

Ngubani Okanye Yintoni Ilizwi LikaThixo?

EBhayibhileni, eli binzana alibhekiseli kwinto enye.

Ngubani UMikayeli Isiphatha-zingelosi?

Ukwabizwa nangelinye igama, mhlawumbi elona uliqhelileyo.

Ubomi BukaYesu Ngoxa Wayesemhlabeni

Wazalwa Nini UYesu?

Funda ukuba kutheni iKrismesi ibhiyozelwa ngoDisemba 25.

Ngaba Abaphengululi Bayakholelwa Ukuba UYesu Wayekho?

Funda enoba bayakholelwa ukuba uYesu wayengumntu wokwenyani kusini na.

Ngaba IBhayibhile Ithetha Ngobomi BukaYesu Ngendlela Echanileyo?

Fumana inkcazelo ngeencwadi zeVangeli neyona mibhalo-ngqangi midala.

Wayenjani UYesu?

IBhayibhile isenza sibone ukuba wayenjani.

Ngaba UYesu Wayetshatile? Ngaba UYesu Wayenabantwana Bakowabo?

Ekubeni iBhayibhile ingathethi nto ngomtshato kaYesu sazi njani ukuba wayetshatile okanye engatshatanga?

Yabhalwa Nini Ingxelo EngoYesu?

Emva kokufa kukaYesu, kwadlula ixesha elingakanani ngaphambi kokuba kubhalwe iincwadi zeVangeli?

Ukufa Nokuvuswa KukaYesu

Kwakutheni Ukuze UYesu Afe?

Abantu abaninzi baqhelene nemfundiso yokuba uYesu wafa ukuze siphile. Kodwa ukufa kwakhe kusinceda njani?

Ngaba UYesu Wafela Emnqamlezweni?

Abantu abaninzi bawujonga umnqamlezo njengolona phawu ludumileyo lwamaKristu. Ngaba simele siwusebenzise ekunquleni?

Emva Kokuba UYesu Evusiwe Ngaba Wayenomzimba Oyinyama Okanye Ongumoya?

IBhayibhile ithi uYesu “wenziwa waphila esemoyeni,” ngoko ke abafundi bakhe babenokumbona baze bamchukumise njani emva kokuba evusiwe?

Indima KaYesu Kwinjongo KaThixo

UYesu Uyasindisa—Njani?

Kutheni sidinga uYesu ukuba asithethelele? Ngaba siza kusindiswa ngokukholelwa kuYesu qha?

Ukuzincama KukaYesu Kuyiyo Njani “Intlawulelo Kwabaninzi”?

Intlawulelo isenza sikhululeke njani esonweni ?

Kutheni Sithandaza Egameni LikaYesu?

Funda ukuba kutheni ukuthandaza egameni likaYesu kuzisa intlonelo kuThixo nakuYesu.

Kuthetha Ukuthini Ukuza KukaKristu?

Ngaba uza kubonakala xa ebuya?