Yiya kwinkcazelo

Okwenzeka Emazulwini

Izulu

Yintoni Izulu?

EBhayibhileni, eli gama lineentsingiselo ezintathu.

Ngoobani Abaya Ezulwini?

Yinto exhaphakakileyo ubuxoki bokuba bonke abantu abalungileyo baya ezulwini. Yintoni ngokwenene efundiswa yiBhayibhile?

Ngaba UThixo Unendawo Ahlala Kuyo?

Ithini iBhayibhile ngendawo ahlala kuyo uThixo? Ngaba noYesu uhlala kuloo ndawo?

Iingelosi

Ngoobani Okanye Ziintoni Iingelosi?

Zingaphi iingelosi? Ngaba iingelosi zinawo amagama nobuntu obufana nobethu?

Ngubani UMikayeli Isiphatha-zingelosi?

Ukwabizwa nangelinye igama, mhlawumbi elona uliqhelileyo.

UMtyholi Needemon

Ngaba UMtyholi Ukho Ngokwenene?

Ngaba uMtyholi yingcinga nje embi eba semntwini, okanye ngaba ukho ngokwenene?

Ngaba UThixo Wadala USathana Ukuze Asivavanye?

Impendulo yeBhayibhile iyavakala yaye iyathuthuzela.

Unjani Umzimba KaMtyholi?

Ngaba xa iBhayibhile isithi uyinamba okanye ingonyama ithetha ngomzimba wakhe?

Uhlala Phi UMtyholi?

IBhayibhile ithi uMtyholi wagxothwa ezulwini. Uphi ngoku?

Ngaba UMtyholi Uyakwazi Ukulawula Abantu?

UMtyholi ubalawula njani abantu, kwaye ungazikhusela njani kumaqhinga akhe?

Ngaba Konke Ukubandezeleka Kubangelwa NguMtyholi?

IBhayibhile iyamchaza unobangela wokubandezeleka kwabantu.

Ngaba Iidemon Zikho Ngokwenene?

Ziyintoni iidemon? Zivela phi?

Yayingoobani IiNefili?

IBhayibhile ithi, “ngamadoda akudala anamandla, nadumileyo.” Yintoni esiyaziyo ngazo?