Yiya kwinkcazelo

Ukholo Nokukhonza

Unqulo

Ngaba Zonke Iindlela Zokunqula Ziyafana Yaye Zamkelekile KuThixo?

IBhayibhile iyawuphendula lo mbuzo ngeengongoma ezimbini.

Ngaba Kunyanzelekile Ukuba Ube Nenkonzo?

Ngaba umntu uyakwazi ukunqula uThixo eyedwa?

Kutheni Kukho Iimvaba ZobuKristu Ezininzi Kangaka?

Ngaba uYesu, umseki wobuKristu, wayefuna kube nje?

Ndinokulufumana Njani Unqulo Lokwenyaniso?

Ngaba lunqulo endicinga ukuba lundifanele nje kuphela?

Ngoobani Abachasi-Kristu?

Ngaba uyeza okanye sele ekho?

Kuthetha Ukuthini Ukuba Ngcwele?

Ngaba abantu abangafezekanga njengathi, banokuba ngcwele?

Umthandazo

Ngaba UThixo Angandinceda Xa Ndithandaza?

Ngaba uThixo uzikhathalele iingxaki zethu?

Kutheni Uthandaza? Ngaba UThixo Uza kundiphendula?

Xa uthandaza, uThixo uxhomekeke kuwe ukuze awuphendule loo mthandazo.

Yintoni Endinokuyithandazela?

Khawufunde ukuba kutheni uThixo engazijongeli phantsi izinto ezixhalabisa umntu.

Kutheni Sithandaza Egameni LikaYesu?

Funda ukuba kutheni ukuthandaza egameni likaYesu kuzisa intlonelo kuThixo nakuYesu.

Ngaba Ndimele Ndithandaze Kwiingcwele?

Funda eBhayibhile ukuze wazi umntu esimele sithandaze kuye.

Ziziphi Izizathu Ezimbini Zokuba UThixo Engayiphulaphuli Eminye Imithandazo?

Funda ukuba yiyiphi imithandazo eyamkelwayo nguThixo nohlobo lwabantu abaphulaphulayo.

Ukusindiswa

Yintoni Usindiso?

Yiyiphi indlela esa kusindiso? Ibe yintoni esisindiswa kuyo?

UYesu Uyasindisa—Njani?

Kutheni sidinga uYesu ukuba asithethelele? Ngaba siza kusindiswa ngokukholelwa kuYesu qha?

Kwakutheni Ukuze UYesu Afe?

Abantu abaninzi baqhelene nemfundiso yokuba uYesu wafa ukuze siphile. Kodwa ukufa kwakhe kusinceda njani?

Ukuzincama KukaYesu Kuyiyo Njani “Intlawulelo Kwabaninzi”?

Intlawulelo isenza sikhululeke njani esonweni ?

Yintoni Ubhaptizo?

EBhayibhileni kuthethwa ngabantu abaninzi ababhaptizwayo, ababonisa into ethethwa kukubhaptizwa nendlela ekubaluleke ngayo.

Kuthetha Ukuthini Ukuzalwa Ngokutsha?

Ngaba ufanele uzalwe ngokutsha ukuze ube ngumKristu?

Isono Nokuxolelwa

Yintoni Isono?

Ngaba ezinye izono zikhulu kunezinye?

Yintoni Ukuxolela?

IBhayibhile inamacebiso amahlanu anokukunceda uxolele umntu.

Ngaba UThixo Uza Kundixolela?

Khawuve oko kuthethwa yiBhayibhile ngokuxolelwa nguThixo.

Ngaba Zikho Izono Ezisixhenxe Ezisingisa Ekufeni?

Isuka phi le ngcaciso? Yintoni umahluko phakathi kwesono esisingisa ekufeni neso singasingisi kufeni?

Sisono Esinjani Esingaxolelekiyo?

Ungazi njani ukuba wenze isono esingaxolelekiyo?

Athetha Ukuthini Amazwi Athi “iLiso NgeLiso”?

Ngaba isigwebo esithi “iliso ngeliso” sikhuthaza ukuziphindezela?

Ithini IBhayibhile Ngotywala? Ngaba Kusisono Ukusela Utywala?

IBhayibhile ichaza izinto ezinzinzi ezenza utywala bube luncedo.

Ngaba Sisono Ukutshaya?

Ukuba iBhayibhile ayithethi ngokutshaya, singawuphendula njani lo mbuzo?

Ngaba Ukungcakaza Sisono?

IBhayibhile ayithethi ngokweenkcukacha ngokungcakaza, ngoko sinokuyazi njani imbono kaThixo ngako?

Izinto Ezenziwayo Xa Kunqulwa

Ngaba Sifanele Sinqule Imifanekiso?

Ngaba uThixo iyamchaphazela into yokuba sisebenzisa imifanekiso okanye izithixo xa simnqula?

Ngaba AmaKristu Amele Ayigcine ISabatha?

Kutheni iSabatha kusithiwa sisivumelwano sexesha elingenammiselo?

Ithini IBhayibhile Ngokuthetha Ngeelwimi?

Ngaba ukuthetha iilwimi yindlela abonwa ngayo amaKristu okwenyani?

Ithini IBhayibhile Ngokuzila Ukutya?

Abantu abaseBhayibhileni babekuzila xa kutheni ukutya? Ngaba kufuneka amaKristu azile ukutya?

Ithini iBhayibhile Ngokupha?

Ithini iBhayibhile Ngokupha?

Yintoni IMithetho Elishumi KaThixo?

Yayinikwe bani? Ingaba amaKristu afanele aphile ngayo?