Yiya kwinkcazelo

Indlela Yokuphila Neyokuziphatha

Abantu Abatshatileyo Nentsapho

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Ndibe Nentsapho Eyonwabileyo?

Icebiso lobulumko elisuka eBhayibhileni, eliye lanceda amadoda namakhosikazi amaninzi onwaba ezintsatsheni.

Ithini IBhayibhile Ngomtshato?

Amacebiso eBhayibhile anokunceda abantu abatshatileyo baphephe okanye bakwazi ukulungisa iingxaki.

Ithini IBhayibhile Ngokuhlalisana?

Imiyalelo kaThixo isixelela izinto esimele sizenze ukuze sibe nemitshato ephumelelayo, ibe inceda abantu abayithobelayo.

Ngaba IBhayibhile Iyathetha Ngokutshata Kwabantu Besini Esifanayo?

Ngumntu owaqalisa umtshato omele azi indlela yokuwenza ube mnandi uze ungapheli.

Ngaba IBhayibhile Iyakuvumela Ukudivosa?

Funda ukuba yintoni uThixo ayivumelayo nayicaphukelayo.

Ngaba Isithembu Sivumelekile?

Ngaba isithembu seza noThixo? Funda ukuba ithini iBhayibhile ngesithembu.

Ithini IBhayibhile Ngokutshatana Kwabantu Beentlanga Ezahlukeneyo?

Funda eminye imithetho yeBhayibhile ethetha ngokulingana nokutshatana kweentlanga.

Kuthetha Ukuthini ‘Ukubeka Uyihlo Nonyoko’?

Usenokothuswa kukwazi oko kungathethwa ngulo myalelo.

IBhayibhile Ithi Bamele Bahoywe Ngubani Abantu Abadala?

IBhayibhile inemizekelo yamadoda namabhinqa awayekhe ahoya abazali bawo abasele bekhulile, inawo namacebiso anokunceda abantu abahoye abazali babo.

Isondo

Ithini IBhayibhile Ngokuthandana Kwabantu Besini Esinye?

UThixo ubajonga njani abantu abathandana nabesini esifana nesabo? Ngaba inokwenzeka into yokuba umntu akholise uThixo nakuba eneminqweno yokuthandana nabantu besini esifana nesakhe?

Ithini IBhayibhile Ngephonografi Necybersex?

Iindlela zokuzonwabisa ngesini zixhaphakile. Ngaba zamkelekile kuba nje zixhaphakile?

Ngaba IBhayibhile Iyakwalela Ukuba Neentlobano Zesini?

Ngaba kusisono ukonwabela iintlobano zesini?

Ngaba AmaKristu Amele Asebenzise Izithintelo-nzala?

Ngaba ikhona imithetho izibini ezimele zicinge ngayo xa zifuna ukuthintela inzala?

Ndingazikhusela Njani Ekuncwasweni Ngumntu Endingamfuniyo?

Amacebiso asixhenxe asekelwe kubulumko beBhayibhile anokukunceda umelana nokuncwaswa ngumntu ongamfuniyo.

Abazali Bangabafundisa Njani Abantwana Babo Ngesini?

IBhayibhile inemigaqo eluncedo ukuze uthethe nabantwana bakho ngesini uze ubakhusele kubantu abaxhaphazayo.

Izigqibo

Ngaba UmKristu Unokulwamkela Unyango?

Ngaba uThixo uyikhathalele indlela esithanda ukunyangwa ngayo?

Ithini IBhayibhile Ngokutofela Igazi?

IBhayibhile ithi uThixo wayalela ukuba ‘sizikhwebule egazini.’ Usebenza njani lo myalelo namhlanje?

Ithini IBhayibhile Ngokukhupha Isisu?

Buqala nini ubomi bomntu? Ngaba uThixo angamxolela umntu oye wakhupha isisu?

Ithini IBhayibhile NgeeTattoo?

Ngaba uyazithanda itattoo? Yiyiphi eminye imigaqo yeBhayibhile omele ucinge ngayo?

Ithini IBhayibhile Ngokuqhunkqa Nangokunxiba Izacholo?

Ngaba iBhayibhile iyazigxeka ezi ndlela zokuzilungisa?

Ithini IBhayibhile Ngotywala? Ngaba Kusisono Ukusela Utywala?

IBhayibhile ichaza izinto ezinzinzi ezenza utywala bube luncedo.

Ngaba Sisono Ukutshaya?

Ukuba iBhayibhile ayithethi ngokutshaya, singawuphendula njani lo mbuzo?

Ngaba Ukungcakaza Sisono?

IBhayibhile ayithethi ngokweenkcukacha ngokungcakaza, ngoko sinokuyazi njani imbono kaThixo ngako?

Ithini IBhayibhile Ngenkululeko Yokuzikhethela? Ngaba Ubomi Bakho Bulawulwa NguThixo?

Abantu abaninzi bakholelwa ukuba ubomi babo bamiselwa kusengaphambili. Ngaba ukhetho lwethu lunento yokwenza nempumelelo yethu ebomini?

Yintoni Endinokuyenza Ukuze Ndizenze Kakuhle Izigqibo?

Izinto eziyi-6 ezithathwe kwimigaqo yeBhayibhile zinokukunceda ufumane ubulumko nokuqonda.

Ithini iBhayibhile Ngokupha?

Ithini iBhayibhile Ngokupha?