IiNdumiso 127:1-5

  • Xa engekho uThixo, yonke into lilize

    • “Ukuba ayakhiwa nguYehova indlu” (1)

    • Abantwana, ngumvuzo ovela kuThixo (3)

Ingoma Yokunyuka. EkaSolomon. 127  Ukuba ayakhiwa nguYehova indlu,Kulilize ukusebenza nzima kwabakhi bayo.+ Ukuba isixeko asigadwanga nguYehova,+Kulilize ukungalali koonogada.   Kulilize ukuvuka kwenu ngonyezi,Ukusebenza de kube sebusuku,Ukubulalekela ukutya,Kuba uyabahoya abantu abathandayo, abaphe nobuthongo.+   Jonga! Oonyana* balilifa elivela kuYehova;+Isiqhamo sesibeleko singumvuzo.+   Oonyana bobutsha,Banjengeentolo esandleni sekroti.+   Yonwabile indoda egcwalisa ingxowa yayo ngabo.+ Abazukuhlaziswa,Kuba baza kuthetha neentshaba esangweni lesixeko.

Umbhalo osemazantsi

Okanye “Abantwana.”