Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A7-H

Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—UYesu Ugqibezela Umsebenzi Wakhe EYerusalem (Inxalenye 2)

IXESHA

INDAWO

INTO EYENZEKAYO

MATEYU

MARKO

LUKA

YOHANE

Nisan 14

EYerusalem

UYesu uchaza ukuba uYudas uza kumjikela, emva koko uyamgxotha

26:​21-​25

14:​18-​21

22:​21-​23

13:​21-​30

Uqalisa iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa (1Ko 11:​23-25)

26:​26-​29

14:​22-​25

22:​19, 20, 24-​30

 

Uchaza kwangaphambili ukuba uPetros uza kumphika, nokuba abapostile baza kubaleka

26:​31-​35

14:27-31

22:31-38

13:31-38

Uthembisa umncedi; umzekelo womthi weediliya wokwenene; uyalela ukuba bathandane; uthandaza okokugqibela nabapostile

     

14:1–17:26

EGetsemane

Intlungu engathethekiyo emyezweni; ukujikelwa nokubanjwa kukaYesu

26:​30, 36-​56

14:26, 32-52

22:39-53

18:1-12

EYerusalem

Uncinwa nguAnas; ityala lakhe lichotshelwa nguKayafa, kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda; uPetros uyamphika

26:57–​27:1

14:53–​15:1

22:​54-​71

18:​13-​27

UYudas owajikela uYesu uyazixhoma (IZe 1:​18, 19)

27:​3-​10

     

Usiwa kuPilato, asiwe kuHerode, aze abuyiselwe kuPilato

27:​2, 11-​14

15:​1-5

23:​1-​12

18:​28-​38

UPilato ufuna ukumkhulula kodwa amaYuda afuna uBharabhas; ugwetyelwa ukufa kwisibonda sokungcungcutheka

27:​15-​30

15:​6-​19

23:​13-​25

18:39–19:16

(malunga no-3:00 emva kwemini, ngoLwesihlanu)

EGolgotha

Ufela kwisibonda sokungcungcutheka

27:​31-​56

15:​20-​41

23:​26-​49

19:​16-​30

EYerusalem

Umzimba wakhe uyothulwa esibondeni uze ungcwatywe

27:​57-​61

15:​42-​47

23:​50-​56

19:​31-​42

Nisan 15

EYerusalem

Ababingeleli nabaFarisi bayalela ukuba kubekwe oonogada engcwabeni baze balivale

27:​62-​66

     

Nisan 16

EYerusalem nakwiindawo ezikufutshane; e-Emawusi

UYesu uyavuswa; ubonakala kubafundi bakhe kahlanu

28:​1-​15

16:​1-8

24:​1-​49

20:​1-​25

Emva KoNisan 16

EYerusalem; eGalili

Uphinda abonakale kubafundi bakhe (1Ko 15:​5-7; IZe 1:​3-8); uyabayalela; ubathuma ukuba bayokwenza abafundi

28:​16-​20

   

20:26–21:25

Iyyar 25

KwiNtaba YemiNquma, ngaseBhethani

UYesu unyukela ezulwini, kwiintsuku eziyi-40 emva kokuvuswa kwakhe (IZe 1:​9-12)

   

24:​50-​53