Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A7-F

Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—UYesu Uqhubeka Nomsebenzi Wakhe Ngakwimpuma YeYordan

IXESHA

INDAWO

INTO EYENZEKAYO

MATEYU

MARKO

LUKA

YOHANE

32, emva kweTheko Lokunikezela

EBhethani engaphesheya kweYordan

Uya apho uYohane wayebhaptizela khona; abaninzi bayakholwa kuYesu

     

10:​40-​42

EPereya

Ushumayela ezixekweni nasezilalini, esiya eYerusalem

   

13:22

 

Ubacenga ukuba bangene ngomnyango omncinci; ubuhlungu ngenxa yeYerusalem

   

13:​23-​35

 

Mhlawumbi ePereya

Ufundisa ukuthobeka; imizekelo: izihlalo ezibekekileyo neendwendwe ezingazange zivume ukuza

   

14:​1-​24

 

Ukubala iindleko zokuba ngumfundi

   

14:​25-​35

 

Imizekelo: igusha elahlekileyo, imali elahlekileyo, unyana olahlekileyo

   

15:​1-​32

 

Imizekelo: igosa elingalunganga, isityebi noLazaro

   

16:​1-​31

 

Ufundisa ngokukhubeka, ukuxolela, nangokholo

   

17:​1-​10

 

EBhethani

ULazaro uyafa aze avuswe

     

11:​1-​46

EYerusalem; kwaEfrayim

Iqhinga lokubulala uYesu; uyemka

     

11:​47-​54

ESamariya; eGalili

Uphilisa abantu abalishumi abaneqhenqa; uchaza indlela obuza kuza ngayo uBukumkani bukaThixo

   

17:​11-​37

 

ESamariya okanye eGalili

Imizekelo: umhlolokazi ongancamiyo, umFarisi nomqokeleli werhafu

   

18:​1-​14

 

EPereya

Ufundisa ngomtshato nokuqhawula umtshato

19:​1-​12

10:​1-​12

   

Usikelela abantwana

19:​13-​15

10:​13-16

18:​15-​17

 

Umbuzo wendoda esisityebi; umzekelo wabantu abasebenza kwintsimi yeediliya nomvuzo olinganayo

19:16–​20:16

10:​17-​31

18:​18-​30

 

Mhlawumbi ePereya

Uprofeta okwesithathu ngokufa kwakhe

20:​17-​19

10:​32-​34

18:​31-​34

 

Isicelo sokuba uYakobi noYohane bafumane izikhundla eBukumkanini

20:​20-​28

10:​35-​45

   

EYeriko

Udlula kuyo, uphilisa amadoda amabini angaboniyo; undwendwela uZakeyu; umzekelo weemina ezilishumi

20:​29-​34

10:​46-​52

18:35–19:28