Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

B14-A

Iindlela Zokumeta Nemali

  • Ukumeta Izinto Ezingamanzi

  • Ikore (iibhate eziyi-10 / iihin eziyi-60)

    220 L

  • Ibhate (iihin eziyi-6)

    22 L

  • Ihin (iiloge eziyi-12)

    3,67 L

  • Iloge (iihin eziyi-1 ⁄ 12)

    0,31 L

  • Ukumeta Izinto Ezomileyo

  • Ihomere (ikore eyi-1 / iiefa eziyi-10)

    220 L

  • Iefa (iiseha eziyi-3 /iiomere eziyi-10)

    22 L

  • Iseha (iiomere eziyi-31 ⁄ 3)

    7,33 L

  • Iomere (iikabhe eziyi-14 ⁄ 5)

    2,2 L

  • Ikabhe

    1,22 L

  • IQuart

    1,08 L

  • Ukumeta Ubude

  • Ingcongolo ende (iikubhite ezinde eziyi-6)

    3,11 m

  • Ingcongolo (iikubhite eziyi-6)

    2,67 m

  • Ifatom

    1,8 m

  • Ikubhite ende (ububanzi bezandla eziyi-7)

    51,8 cm

  • Ikubhite (ububanzi bezandla eziyi-6)

    44,5 cm

  • Ikubhite emfutshane

    38 cm

  • Ibala lemidlalo elinye laseRoma

    1 ⁄ 8 yemayile yaseRoma=185 m

  1. 1 Ububanzi bomnwe (i-1 ⁄ 4 yobubanzi besandla)

    1,85 cm

  2. 2 Ububanzi besandla (iminwe eyi-4)

    7,4 cm

  3. 3 Ispan (ububanzi bezandla eziyi-3)

    22,2 cm