Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UMBUZO 9

Kutheni Abantu Besehlelwa Zizinto Ezibuhlungu?

“Iimbaleki ezinamendu azisoloko ziphumelela elugqatsweni, namakroti awasoloko ephumelela emfazweni, nezilumko azisoloko zinokutya, neengqondi azisoloko zinobutyebi, neengcaphephe azisoloko ziphumelela, kuba bonke behlelwa lixesha naziziganeko ezingalindelekanga.”

INtshumayeli 9:​11

“Isono sangena ngomntu omnye ehlabathini, nokufa kwangena ngenxa yesono, kwaza ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke babenesono—.”

Roma 5:​12

“Wazela loo nto kanye uNyana kaThixo, ukuba azokutshabalalisa imisebenzi kaMtyholi.”

1 Yohane 3:8

“Lonke ihlabathi lilawulwa nguSathana.”

1 Yohane 5:​19