Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A7-E

Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—Umsebenzi Omninzi Owenziwa NguYesu EGalili (Inxalenye 3) NakwaYuda

IXESHA

INDAWO

INTO EYENZEKAYO

MATEYU

MARKO

LUKA

YOHANE

32, emva kwePasika

KuLwandle LwaseGalili; eBhethesayida

Kwisikhephe esiya eBhethesayida, uYesu ulumkisa ngegwele labaFarisi; uphilisa indoda engaboniyo

16:​5-​12

8:​13-​26

   

Kummandla waseKesareya Filipi

Izitshixo zoBukumkani; uprofeta ngokufa nokuvuswa kwakhe

16:​13-​28

8:27–​9:1

9:​18-​27

 

Mhlawumbi kwiNtaba YeHermon

Ukutshintsha; uYehova uyathetha

17:​1-​13

9:​2-​13

9:​28-​36

 

Kummandla waseKesareya Filipi

Uphilisa inkwenkwe eneedemon

17:​14-​20

9:​14-​29

9:​37-​43

 

EGalili

Uphinda aprofete ngokufa kwakhe

17:​22, 23

9:​30-​32

9:​43-​45

 

EKapernahum

Ubhatala irhafu ngemali ephuma emlonyeni wentlanzi

17:​24-​27

     

Oyena mkhulu eBukumkanini; umzekelo wegusha elahlekileyo nowekhoboka elingaxoleliyo

18:​1-​35

9:​33-​50

9:​46-​50

 

EGalili yaseSamariya

Endleleni eya eYerusalem, uchazela abafundi ukuba bamele bancame yonke into ngenxa yoBukumkani

8:​19-​22

 

9:​51-​62

7:​2-​10

UYesu Uqhubeka Nomsebenzi Wakhe KwaYuda

IXESHA

INDAWO

INTO EYENZEKAYO

MATEYU

MARKO

LUKA

YOHANE

32, iTheko Leentente (okanye, Leminquba)

EYerusalem

Ufundisa eThekweni; kuthunyelwa amagosa ukuze ambambe

     

7:​11-​52

Uthi “Ndikukukhanya kwehlabathi”; uphilisa indoda eyazalwa ingaboni

     

8:12–​9:41

Mhlawumbi kwaYuda

Uthuma abayi-70; babuya bevuya

   

10:​1-​24

 

KwaYuda; eBhethani

Umzekelo womSamariya olungileyo; uya kwikhaya likaMariya noMarta

   

10:​25-​42

 

Mhlawumbi kwaYuda

Uphinda afundise ngomthandazo ongumzekelo; umzekelo womhlobo ongancamiyo

   

11:​1-​13

 

Ukupha iidemon ngomnwe kaThixo; uphinda athethe ngommangaliso kaYona kuphela

   

11:​14-​36

 

Utya nomFarisi; ugxeka ukuhanahanisa kwabaFarisi

 

   

11:​37-​54

 

Imizekelo: isityebi esingasebenzisi ngqondo kunye negosa elithembekileyo

   

12:​1-​59

 

Uphilisa umfazi okhubazekileyo ngeSabatha; umzekelo wokhozo lwemostade nowegwele

   

13:​1-​21

 

32, ITheko Lokunikezela

EYerusalem

Umzekelo womalusi olungileyo nomhlambi; amaYuda azama ukumbetha ngamatye; uya eBhethani engaphesheya kweYordan

     

10:​1-​39