Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Indaba Ezilungileyo Ezibaliswa NguYohane

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • ULizwi waba ngumntu (1-18)

    • Into eyathethwa nguYohane uMbhaptizi (19-28)

    • UYesu, iMvana kaThixo (29-34)

    • Abafundi bakaYesu bokuqala (35-42)

    • UFilipu noNathaniyeli (43-51)

  • 2

    • Umtshato waseKana; amanzi aba yiwayini (1-12)

    • UYesu ucoca itempile (13-22)

    • UYesu uyazazi iintliziyo zabantu (23-25)

  • 3

    • UYesu noNikodemo (1-21)

      • Ukuzalwa kwakhona (3-8)

      • UThixo walithanda ihlabathi (16)

    • UYohane uthetha ngoYesu okokugqibela (22-30)

    • Lowo usuka phezulu (31-36)

  • 4

    • UYesu nomfazi ongumSamariya (1-38)

      • Khonza uThixo “ngomoya nangenyaniso” (23, 24)

    • AmaSamariya amaninzi ayakholwa kuYesu (39-42)

    • UYesu uphilisa unyana wegosa (43-54)

  • 5

    • Kuphiliswa umntu ogulayo eBhethezatha (1-18)

    • UYesu unikwa igunya nguTata wakhe (19-24)

    • Abantu abafileyo baza kuva ilizwi likaYesu (25-30)

    • Ubungqina ngoYesu (31-47)

  • 6

    • UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (1-15)

    • UYesu uhamba phezu kwamanzi (16-21)

    • UYesu, “isonka sobomi” (22-59)

    • Abaninzi bakhathazwa ngamazwi kaYesu (60-71)

  • 7

    • UYesu ukwiTheko LamaYuda Leentente (1-13)

    • UYesu ushumayela ethekweni (14-24)

    • Kuphikiswana ngoKristu (25-52)

  • 8

    • UTata ungqinela uYesu (12-30)

      • UYesu, ‘ukukhanya kwehlabathi’ (12)

    • Abantwana baka-Abraham (31-41)

      • “Inyaniso iza kunikhulula” (32)

    • Abantwana bakaMtyholi (42-47)

    • UYesu noAbraham (48-59)

  • 9

    • UYesu uphilisa indoda eyazalwa ingaboni (1-12)

    • Indoda ephilisiweyo ibuzwa ngabaFarisi (13-34)

    • Ukungaboni kwabaFarisi (35-41)

  • 10

    • Umalusi neminyango yezibaya zeegusha (1-21)

      • UYesu ngumalusi olungileyo (11-15)

      • “Ndinazo nezinye izimvu” (16)

    • AmaYuda athetha noYesu itheko lokukhumbula umhla wokunikezelwa kwetempile (22-39)

      • AmaYuda amaninzi awafuni kukholwa (24-26)

      • “Izimvu zam ziyalimamela ilizwi lam” (27)

      • UNyana umanyene noTata (30, 38)

    • Abaninzi ngaphesheya kweYordan bayakholwa (40-42)

  • 11

    • Ukufa kukaLazaro (1-16)

    • UYesu uthuthuzela uMarta noMariya (17-37)

    • UYesu uvusa uLazaro (38-44)

    • Baceba ukubulala uYesu (45-57)

  • 12

    • UMariya ugalela ioli ezinyaweni zikaYesu (1-11)

    • UYesu ungena oyisile (12-19)

    • UYesu uprofeta ngokufa kwakhe (20-37)

    • Ukungabi nalukholo kwamaYuda kuzalisekisa isiprofeto (38-43)

    • UYesu weza kusindisa ihlabathi (44-50)

  • 13

    • UYesu uhlamba iinyawo zabafundi bakhe (1-20)

    • UYesu uchaza ukuba nguYudas oza kumjikela (21-30)

    • Umyalelo omtsha (31-35)

      • “Ukuba niyathandana” (35)

    • Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (36-38)

  • 14

    • NguYesu kuphela indlela yokuya kuTata (1-14)

      • “Ndim indlela nenyaniso nobomi” (6)

    • UYesu uthembisa ngomoya oyingcwele (15-31)

      • “UTata mkhulu kunam” (28)

  • 15

    • Umzekelo womthi weediliya wokwenene (1-10)

    • Umyalelo wokuba nothando olufana nolukaKristu (11-17)

      • ‘Akukho thando logqitha olu’ (13)

    • Ihlabathi liyabacaphukela abafundi bakaYesu (18-27)

  • 16

    • Abafundi bakaYesu basenokubulawa (1-4a)

    • Imisebenzi yomoya oyingcwele (4b-16)

    • Intlungu yabafundi bakaYesu ijika ibe luvuyo (17-24)

    • UYesu woyise ihlabathi (25-33)

  • 17

    • UYesu uthandaza nabapostile bakhe okokugqibela (1-26)

      • Ukwazi uThixo kwenza abantu bafumane ubomi obungunaphakade (3)

      • AmaKristu awangowehlabathi (14-16)

      • “Ilizwi lakho liyinyaniso” (17)

      • “Ndibafundisile ngegama lakho” (26)

  • 18

    • UYudas ujikela uYesu (1-9)

    • UPetros usebenzisa ikrele (10, 11)

    • UYesu usiwa kuAnas (12-14)

    • UPetros uphika uYesu okokuqala (15-18)

    • UYesu phambi koAnas (19-24)

    • UPetros uphika uYesu okwesibini nokwesithathu (25-27)

    • UYesu phambi koPilato (28-40)

      • “UBukumkani bam ayibubo obeli hlabathi” (36)

  • 19

    • UYesu uyakatswa aze agezelwe (1-7)

    • UPilato uphinda abuze uYesu imibuzo (8-16a)

    • UYesu ubethelelwa esibondeni eGolgotha (16b-24)

    • UYesu ulungiselela umama wakhe (25-27)

    • Ukufa kukaYesu (28-37)

    • Kungcwatywa uYesu (38-42)

  • 20

    • Ingcwaba elingenamntu (1-10)

    • UMariya Magadala ubona uYesu (11-18)

    • Abafundi babona uYesu (19-23)

    • UTomas obethandabuza ude akholwe (24-29)

    • Isizathu sokubhalwa kwalo msongo (30, 31)

  • 21

    • Abafundi babona uYesu (1-14)

    • UPetros uqinisekisa uYesu ukuba uyamthanda (15-19)

      • “Yondla amatakane am” (17)

    • Ikamva labafundi bakaYesu abathandayo (20-23)

    • Umqukumbelo (24, 25)