Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IZenzo Zabapostile

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Kubhalelwa uTiyofilo (1-5)

    • Amangqina nakwezona ndawo zikude emhlabeni (6-8)

    • UYesu unyukela ezulwini (9-11)

    • Abafundi bakaYesu bayahlanganisana (12-14)

    • Kukhethwa uMatiya ukuba angene endaweni kaYudas (15-26)

  • 2

    • Kuthululwa umoya oyingcwele ngePentekoste (1-13)

    • Intetho kaPetros (14-36)

    • Abantu bakhuthazwa yintetho kaPetros (37-41)

      • Kubhaptizwa abantu abayi-3 000 (41)

    • Ukuhlanganisana kwamaKristu (42-47)

  • 3

    • UPetros uphilisa umntu osisiqhwala nocela ebantwini (1-10)

    • Intetho kaPetros kwiVeranda KaSolomon (11-26)

      • ‘Ukubuyiselwa kwazo zonke izinto’ (21)

      • Umprofeti onjengoMoses (22)

  • 4

    • UPetros noYohane bayabanjwa (1-4)

      • Abantu abakholwayo ngoku ngamadoda ayi-5 000 (4)

    • Kuxoxwa ityala kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (5-22)

      • “Asinakuyeka ukuthetha” (20)

    • Bathandazela ukuba nesibindi (23-31)

    • Abafundi bakaYesu bohlulelana ngezinto (32-37)

  • 5

    • UAnaniyas noSafira (1-11)

    • Abapostile benza imimangaliso emininzi (12-16)

    • Bayabanjwa baze bakhululwe (17-21a)

    • Baphinda baziswe kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (21b-32)

      • ‘NguThixo esimele simthobele kunabantu’ (29)

    • Icebiso likaGamaliyeli (33-40)

    • Kushunyayelwa kwindlu ngendlu (41, 42)

  • 6

    • Amadoda asixhenxe akhethelwe ukwaba ukutya (1-7)

    • UStefano utyholwa ngokuthetha izinto ezimbi ngoMoses nangoThixo (8-15)

  • 7

    • Intetho kaStefano phambi kweNkundla Ephakamileyo YamaYuda (1-53)

      • Ixesha loosolusapho (2-16)

      • Ukukhokela kukaMoses; amaSirayeli akhonza izithixo (17-43)

      • UThixo akahlali kwiitempile ezakhiwe ngabantu (44-50)

    • UStefano ubethwa ngamatye (54-60)

  • 8

    • USawule umtshutshisi (1-3)

    • UFilipu uyaphumelela kumsebenzi wakhe wokushumayela eSamariya (4-13)

    • UPetros noYohane bathunywa eSamariya (14-17)

    • USimon uzama ukuthenga umoya oyingcwele (18-25)

    • Indoda engumTiyopiya eligosa elikwisikhundla esiphezulu (26-40)

  • 9

    • USawule endleleni eya eDamasko (1-9)

    • UAnaniyas uthunywa ukuba ayokunceda uSawule (10-19a)

    • USawule ushumayela ngoYesu eDamasko (19b-25)

    • USawule uya eYerusalem (26-31)

    • UPetros uphilisa uAyineya (32-35)

    • UDorkas onobubele uvuswa ekufeni (36-43)

  • 10

    • Umbono kaKorneli (1-8)

    • Umbono kaPetros wezilwanyana ezicociweyo (9-16)

    • UPetros uyokubona uKorneli (17-33)

    • UPetros ushumayela iindaba ezilungileyo kubantu beentlanga (34-43)

      • “UThixo akakhethi” (34, 35)

    • Abantu beentlanga bafumana umoya oyingcwele baze babhaptizwe (44-48)

  • 11

    • UPetros ucacisela abapostile yonke into eyenzekileyo 1-18)

    • UBharnabhas noSawule kwa-Antiyokwe eSiriya (19-26)

      • Abafundi bakaYesu baqalisa ukubizwa amaKristu (26)

    • UAgabho uprofeta ngendlala (27-30)

  • 12

    • Kubulawa uYakobi; uPetros uyabanjwa (1-5)

    • UPetros ukhululwa ngommangaliso (6-19)

    • UHerode ubethwa yingelosi (20-25)

  • 13

    • UBharnabhas noSawule bathunyelwa emazweni (1-3)

    • Kushunyayelwa eSipro (4-12)

    • Intetho kaPawulos kwa-Antiyokwe ePisidiya (13-41)

    • Kuprofetwa ngomyalelo wokuba kushunyayelwe ezintlangeni (42-52)

  • 14

    • Ulwando nentshutshiso eIkoniyo (1-7)

    • Kucingwa ukuba bangoothixo eListra (8-18)

    • UPawulos uyasinda emva kokuba ebethwe ngamatye (19, 20)

    • Womeleza amabandla (21-23)

    • Ubuyela kwa-Antiyokwe eSiriya (24-28)

  • 15

    • Kwa-Antiyokwe kuphikiswana ngolwaluko (1, 2)

    • Kuziswa umbuzo eYerusalem (3-5)

    • Kudibana abadala nabapostile (6-21)

    • Iileta ezivela kwiqumrhu elilawulayo (22-29)

    • Amabandla akhuthazwa ngeleta (30-35)

    • UPawulos noBharnabhas bayohlukana (36-41)

  • 16

    • UPawulos ukhetha uTimoti (1-5)

    • Umbono wendoda yaseMakedoni (6-10)

    • ULidiya uyaguquka eFilipi (11-15)

    • UPawulos noSilas bayabanjwa (16-24)

    • Unogada wejele nendlu yakhe bayabhaptizwa (25-34)

    • UPawulos ufuna baxolise phambi kwabantu (35-40)

  • 17

    • UPawulos noSilas eTesalonika (1-9)

    • UPawulos noSilas eBhereya (10-15)

    • UPawulos eAthene (16-22a)

    • Intetho kaPawulos kwiAreyopago (22b-34)

  • 18

    • UPawulos ushumayela eKorinte (1-17)

    • Ubuyela kwa-Antiyokwe eSiriya (18-22)

    • UPawulos uya eGalati naseFrigiya (23)

    • Kuncedwa uApolo oliciko (24-28)

  • 19

    • UPawulos e-Efese; kukho abaphinda babhaptizwe (1-7)

    • Umsebenzi kaPawulos wokufundisa (8-10)

    • Uyaphumelela nangona kukho iidemon (11-20)

    • Kukho isiphithiphithi e-Efese (21-41)

  • 20

    • UPawulos eMakedoni naseGrisi (1-6)

    • Kuvuswa uYutiko eTrowa (7-12)

    • Ukusuka eTrowa ukuya eMileto (13-16)

    • UPawulos udibana nabadala base-Efese (17-38)

      • Kushunyayelwa kwindlu ngendlu (20)

      • “Kuvuyisa ngakumbi ukupha” (35)

  • 21

    • Endleleni eya eYerusalem (1-14)

    • Bafika eYerusalem (15-19)

    • UPawulos usebenzisa icebiso labadala (20-26)

    • Kukho isiphithiphithi etempileni; uPawulos uyabanjwa (27-36)

    • UPawulos uvunyelwa ukuba athethe nabantu (37-40)

  • 22

    • UPawulos uzithethelela phambi kwabantu (1-21)

    • UPawulos usebenzisa ilungelo lokuba ngummi waseRoma (22-29)

    • Kudibana iNkundla Ephakamileyo YamaYuda (30)

  • 23

    • UPawulos uthetha phambi kweNkundla Ephakamileyo YamaYuda (1-10)

    • UPawulos womelezwa yiNkosi (11)

    • Baceba ukubulala uPawulos (12-22)

    • UPawulos usiwa eKesareya (23-35)

  • 24

    • Izityholo abekwa zona uPawulos (1-9)

    • UPawulos uzithethelela kuFeliks (10-21)

    • Ityala likaPawulos limiswa iminyaka emibini (22-27)

  • 25

    • Kuxoxwa ityala likaPawulos phambi koFesto (1-12)

      • “Ndibhenela kuKesare!” (11)

    • UFesto uthetha noKumkani uAgripa (13-22)

    • UPawulos phambi koAgripa (23-27)

  • 26

    • UPawulos uzithethelela kuAgripa (1-11)

    • UPawulos ucacisa indlela awaguquka ngayo (12-23)

    • Impendulo kaFesto neka-Agripa (24-32)

  • 27

    • UPawulos uya eRoma ngenqanawa (1-12)

    • Inqanawa intlithwa sisaqhwithi (13-38)

    • Inqanawa iyaphuka (39-44)

  • 28

    • Kunxweme lwaseMalta (1-6)

    • Utata kaPubliyo uyaphiliswa (7-10)

    • Endleleni eya eRoma (11-16)

    • UPawulos uthetha namaYuda eRoma (17-29)

    • UPawulos ushumayela ngesibindi iminyaka emibini (30, 31)