Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YeNtshumayeli

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Yonke into ililize (1-11)

      • Umhlaba uhlala ukho ngonaphakade (4)

      • Imijikelo yendalo iyaqhubeka (5-7)

      • Akukho nto intsha phantsi kwelanga (9)

    • Ubulumko bomntu bulinganiselwe (12-18)

      • Ukuleqana nomoya (14)

  • 2

    • Ubutyebi bukaSolomon (1-11)

    • Umntu akanabulumko ngokupheleleyo (12-16)

    • Ukusebenza nzima kulilize (17-23)

    • Yitya, usele uze wonwabele umsebenzi (24-26)

  • 3

    • Yonke into inexesha layo (1-8)

    • Ukonwabela ubomi sisipho sikaThixo (9-15)

      • Ukuphila ngonaphakade kusentliziyweni yomntu (11)

    • UThixo ugweba bonke abantu ngobulungisa (16, 17)

    • Abantu nezilwanyana bayafa ekugqibeleni (18-22)

      • Bonke baza kubuyela eluthulini (20)

  • 4

    • Ingcinezelo inamandla kunokufa (1-3)

    • Indlela efanelekileyo yokusebenza (4-6)

    • Indlela abaluleke ngayo umhlobo (7-12)

      • Ababini babhetele kunomnye (9)

    • Ubomi bomlawuli bunokuba lilize (13-16)

  • 5

    • Yoyika uThixo (1-7)

    • Abangaphantsi bajongwe ngabangasentla kwabo (8, 9)

    • Ubutyebi bulilize (10-20)

      • Abantu abathanda imali aboneli (10)

      • Umntu osebenza nzima ulala kamnandi (12)

  • 6

    • Ukuba nezinto kodwa ungazonwabeli (1-6)

    • Yonwabela izinto onazo ngoku (7-12)

  • 7

    • Igama elihle nomhla wokufa (1-4)

    • Ukukhalinyelwa ngumntu osisilumko (5-7)

    • Kubhetele ukuphela kwento kunokuqalwa kwayo (8-10)

    • Indlela obunceda ngayo ubulumko (11, 12)

    • Iintsuku ezintle neentsuku ezimbi (13-15)

    • Sukubaxa izinto (16-22)

    • Izinto ezafunyaniswa ngumhlanganisi (23-29)

  • 8

    • Ukulawulwa ngabantu abanesono (1-17)

      • Thobela imiyalelo kakumkani (2-4)

      • Ukulawulwa ngumntu kuyenzakalisa (9)

      • Xa isigwebo singawiswanga ngokukhawuleza (11)

      • Yitya, usele uze wonwabe (15)

  • 9

    • Isiphelo sabo bonke siyafana (1-3)

    • Yonwabela ubomi nangona uza kufa (4-12)

      • Abafileyo abazi nto (5)

      • Akukho nto yenziwayo engcwabeni (10)

      • Ixesha neziganeko ezingalindelekanga (11)

    • Ubulumko abusoloko buxatyiswa (13-18)

  • 10

    • Ubudenge obuncinci buyabogquma ubulumko (1)

    • Ubungozi bokungenzi izinto kakuhle (2-11)

    • Ingxaki yokuba sisidenge (12-15)

    • Ubudenge babalawuli (16-20)

      • Intaka isenokuyiphinda into oyithethileyo (20)

  • 11

    • Wasebenzise amathuba avelayo (1-8)

      • Phosa isonka sakho emanzini (1)

      • Hlwayela imbewu kusasa de kube ngokuhlwa (6)

    • Bonwabele ngendlela efanelekileyo ubutsha bakho (9, 10)

  • 12

    • Mkhumbule uMdali wakho ungekoluphali (1-8)

    • Umhlanganisi uyaqukumbela (9-14)

      • Amazwi obulumko anjengeemviko (11)

      • Yoyika uThixo wokwenene (13)