Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Eya KwabaseGalati

Izahluko

1 2 3 4 5 6

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Imibuliso (1-5)

    • Azikho ezinye iindaba ezilungileyo (6-9)

    • Iindaba ezilungileyo azishumayelayo uPawulos zisuka kuThixo (10-12)

    • Ukuguquka kukaPawulos nokuqalisa kwakhe umsebenzi (13-24)

  • 2

    • UPawulos udibana nabapostile eYerusalem (1-10)

    • UPawulos ulungisa uPetros (uKefas) (11-14)

    • Umntu kuthiwa lilungisa kuphela xa enokholo (15-21)

  • 3

    • Imisebenzi yoMthetho ithelekiswa nokholo (1-14)

      • Ilungisa liza kuphila ngenxa yokuba nokholo (11)

    • UAbraham zange athenjiswe ngenxa yoMthetho (15-18)

      • Inzala ka-Abraham, uKristu (16)

    • Wawusuka phi uMthetho, nesizathu sawo (19-25)

    • Bangoonyana bakaThixo ngenxa yokholo (26-29)

      • Inzala ka-Abraham, abantu bakaKristu (29)

  • 4

    • Anisengawo amakhoboka, kodwa ningoonyana (1-7)

    • UPawulos uxhalabele amaGalati (8-20)

    • UHagare noSara: izivumelwano ezibini (21-31)

      • IYerusalem ephezulu, umama wethu, ikhululekile (26)

  • 5

    • Inkululeko yamaKristu (1-15)

    • Ukukhokelwa ngumoya kaThixo (16-26)

      • Izinto ezenziwa ngumzimba onesono (19-21)

      • Isiqhamo somoya (22, 23)

  • 6

    • Ncedisanani kubunzima (1-10)

      • Uvuna into oyihlwayeleyo (7, 8)

    • Ukoluka akubalulekanga (11-16)

      • Isidalwa esitsha (15)

    • Umqukumbelo (17, 18)