Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaMika

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Kugwetywa iSamariya noYuda (1-16)

      • Izono nokungathobeli kwenza iingxaki (5)

  • 2

    • Baza kuthi shu abantu abacinezelayo! (1-11)

    • USirayeli uyaqokelelwa aze amanyaniswe (12, 13)

      • Kuza kubakho ingxokozelo yabantu elizweni (12)

  • 3

    • Kugwetywa iinkokheli nabaprofeti (1-12)

      • Umoya kaYehova wenza uMika abe namandla (8)

      • Ababingeleli bafundisa ngemali (11)

      • IYerusalem iza kuba ngamabhodlo (12)

  • 4

    • Intaba kaYehova iyaphakanyiswa (1-5)

      • Amakrele aba ngamakhuba (3)

      • “Siza kuhamba egameni likaYehova” (5)

    • IZiyon yenziwa yomelele (6-13)

  • 5

    • Umlawuli oza kuba mkhulu emhlabeni wonke (1-6)

      • Umlawuli uza kuphuma eBhetelehem (2)

    • Abashiyekileyo baza kufana nombethe kunye nengonyama (7-9)

    • Ilizwe liza kucocwa (10-15)

  • 6

    • UThixo umangalela uSirayeli (1-5)

    • Yintoni efunwa nguYehova? (6-8)

      • Bubulungisa, ukuthembeka nokuthobeka (8)

    • Isono sikaSirayeli nesohlwayo (9-16)

  • 7

    • USirayeli uziphethe kakubi (1-6)

      • Iintshaba zomntu zisendlini yakhe (6)

    • ‘Ndiza kulinda ngomonde’ (7)

    • Abantu bakaThixo bayathethelelwa (8-13)

    • UMika uyathandaza edumisa uThixo (14-20)

      • UYehova uyaphendula (15-17)

      • ‘Ngubani na uThixo onjengoYehova?’ (18)