Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaHoseya

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Umfazi kaHoseya nabantwana awabazalayo (1-9)

      • UYizereli (4), uLo-ruhama (6), noLo-ami (9)

    • Ithemba lokubuyiselwa nomanyano (10, 11)

  • 2

    • Kohlwaywa amaSirayeli angathembekanga (1-13)

    • Abuyiselwa kuYehova ongumyeni wawo (14-23)

      • “Uza kundibiza ngokuthi Myeni yam” (16)

  • 3

    • UHoseya uxolela umfazi wakhe okrexezayo (1-3)

    • AmaSirayeli aza kubuyela kuYehova (4, 5)

  • 4

    • Ityala uYehova alibeka amaSirayeli (1-8)

      • UThixo akaziwa elizweni (1)

    • AmaSirayeli akrexeza aze aziphathe kakubi ngendlela eyothusayo (9-19)

      • Ukuthanda ukuziphatha kakubi kuyalahlekisa (12)

  • 5

    • Kugwetywa uEfrayim noYuda (1-15)

  • 6

    • Kuthiwa makubuyelwe kuYehova (1-3)

    • Abantu banothando olukhawuleza luphele (4-6)

      • Uthando olungagungqiyo lubhetele kunombingelelo (6)

    • Abantu baziphethe ngendlela elihlazo (7-11)

  • 7

    • Kuchazwa izinto ezimbi ezenziwa nguEfrayim (1-16)

      • Umnatha kaThixo awunakubalekwa (12)

  • 8

    • Imiphumo yokukhonza izithixo (1-14)

      • Ukuhlwayela umoya, ukuvuna isaqhwithi (7)

      • USirayeli umlibele uMenzi wakhe (14)

  • 9

    • Izono zikaEfrayim zimenza alahlwe nguThixo (1-17)

      • Ukuzinikela kuthixo olihlazo (10)

  • 10

    • USirayeli, umthi weediliya ontshwencayo, uza kutshatyalaliswa (1-15)

      • Ukuhlwayela nokuvuna (12, 13)

  • 11

    • UThixo wamthanda uSirayeli eseyinkwenkwana (1-12)

      • “Ndathi unyana wam makabuye eYiputa” (1)

  • 12

    • UEfrayim ufanele abuyele kuYehova (1-14)

      • UYakobi wajijisana noThixo (3)

      • UYakobi walila ukuze afumane inceba kaThixo (4)

  • 13

    • UEfrayim okhonza izithixo wamlibala uYehova (1-16)

      • “Aphi na amandla akho, Kufa okubangela intlungu?” (14)

  • 14

    • Ucelwa ukuba abuyele kuYehova (1-3)

      • Kunikelwa indumiso yemilebe (2)

    • Ukungathembeki kukaSirayeli kuyanyangwa (4-9)