Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Eya Kwabase-Efese

Izahluko

1 2 3 4 5 6

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Imibuliso (1, 2)

    • Iintsikelelo (3-7)

    • Zonke izinto ziqokelelelwa kuKristu (8-14)

      • “Indlela yokulawula izinto” ngexesha elibekiweyo (10)

      • Kubekwa isitampu ngomoya oyingcwele ‘njengesiqinisekiso’ (13, 14)

    • UPawulos ubulela uThixo ngokholo lwamaEfese, aze awathandazele (15-23)

  • 2

    • Benziwe baphila ngoKristu (1-10)

    • Ludiliziwe udonga olubahlulayo (11-22)

  • 3

    • Imfihlelo engcwele iquka nabantu beeNtlanga (1-13)

      • Nabantu beeNtlanga baziindlalifa noKristu (6)

      • Injongo kanaphakade kaThixo (11)

    • Kuthandazelwa amaEfese ukuba aqonde (14-21)

  • 4

    • Ukumanyana emzimbeni kaKristu (1-16)

      • Izipho ezingabantu (8)

    • Ubuntu obudala nobutsha (17-32)

  • 5

    • Ukuthetha nokuziphatha ngendlela ecocekileyo (1-5)

    • Hambani njengabantwana bokukhanya (6-14)

    • Gcwaliswani ngumoya kaThixo (15-20)

      • Lisebenziseni kakuhle ixesha (16)

    • Amacebiso aya kubayeni nabafazi (21-33)

  • 6

    • Amacebiso aya kubantwana nabazali (1-4)

    • Amacebiso aya kumakhoboka neenkosi (5-9)

    • Zonke iimpahla zokuzikhusela ezivela kuThixo (10-20)

    • Imibuliso yokugqibela (21-24)