Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaYoshuwa

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UYehova ukhuthaza uYoshuwa (1-9)

      • Umele uwufunde uMthetho ngelizwi eliphantsi (8)

    • Kulungiselelwa ukuwela iYordan (10-18)

  • 2

    • UYoshuwa uthumela amadoda amabini ayokuhlola ilizwe (1-3)

    • URahabhi ufihla la madoda mabini (4-7)

    • URahabhi uyathenjiswa (8-21a)

      • Intambo ebomvu (18)

    • Amadoda ebeyokuhlola ilizwe ayabuya (21b-24)

  • 3

    • AmaSirayeli awela iYordan (1-17)

  • 4

    • Amatye aza kuba luphawu (1-24)

  • 5

    • Abantu bayoluswa eGiligali (1-9)

    • Kubhiyozelwa iPasika; imana iyaphela (10-12)

    • Inkosana yomkhosi kaYehova (13-15)

  • 6

    • Iindonga zeYeriko (1-21)

    • URahabhi nentsapho yakowabo bayasindiswa (22-27)

  • 7

    • AmaSirayeli ayoyiswa eAyi (1-5)

    • Umthandazo kaYoshuwa (6-9)

    • AmaSirayeli onile, ngoko ayoyiswa (10-15)

    • UAkan uyabhaqwa aze abethwe ngamatye afe (16-26)

  • 8

    • UYoshuwa ulalela iAyi (1-13)

    • IAyi iyoyiswa (14-29)

    • Kufundwa uMthetho kwiNtaba Ye-Ebhali (30-35)

  • 9

    • AmaGibheyon alumkileyo afuna uxolo (1-15)

    • Iqhinga lamaGibheyon liyabhencwa (16-21)

    • AmaGibheyon aza kuchola iinkuni akhe namanzi (22-27)

  • 10

    • AmaSirayeli alwela amaGibheyon (1-7)

    • UYehova ulwela amaSirayeli (8-15)

      • Iintshaba ezibalekayo ziwelwa sisichotho (11)

      • Ilanga liyema (12-14)

    • Ookumkani abahlanu abahlaselayo bayabulawa (16-28)

    • Izixeko ezisemzantsi ziyathinjwa (29-43)

  • 11

    • Izixeko ezisemntla ziyathinjwa (1-15)

    • Imbali emfutshane ngeemfazwe awoyisa kuzo uYoshuwa (16-23)

  • 12

    • Koyiswa ookumkani abangasempuma kweYordan (1-6)

    • Koyiswa ookumkani abakwintshona yeYordan (7-24)

  • 13

    • Umhlaba ongekathinjwa (1-7)

    • Ukwahlulwa komhlaba ongasempuma kweYordan (8-14)

    • Ilifa lesizwe sakwaRubhen (15-23)

    • Ilifa lesizwe sakwaGadi (24-28)

    • Ilifa lesizwe sakwaManase ngasempuma (29-32)

    • Ilifa lesizwe sabaLevi nguYehova (33)

  • 14

    • Ukwahlulwa komhlaba ongakwintshona yeYordan (1-5)

    • UKalebhi ufumana iHebron njengelifa (6-15)

  • 15

    • Ilifa lesizwe sakwaYuda (1-12)

    • Intombi kaKalebhi ifumana umhlaba (13-19)

    • Izixeko zakwaYuda (20-63)

  • 16

    • Ilifa lenzala kaYosefu (1-4)

    • Ilifa lesizwe sakwaEfrayim (5-10)

  • 17

    • Ilifa lesizwe sakwaManase ngasentshona (1-13)

    • Inzala kaYosefu ifumana umhlaba owongezelelekileyo (14-18)

  • 18

    • Umhlaba oshiyekileyo wabiwa eShilo (1-10)

    • Ilifa lesizwe sakwaBhenjamin (11-28)

  • 19

    • Ilifa lesizwe sakwaSimeyon (1-9)

    • Ilifa lesizwe sakwaZebhulon (10-16)

    • Ilifa lesizwe sakwaIsakare (17-23)

    • Ilifa lesizwe sakwa-Ashere (24-31)

    • Ilifa lesizwe sakwaNafetali (32-39)

    • Ilifa lesizwe sakwaDan (40-48)

    • Ilifa likaYoshuwa (49-51)

  • 20

    • Izixeko zokubalekela (1-9)

  • 21

    • Izixeko ezifunyanwa ngabaLevi (1-42)

      • Ezifunyanwa yinzala ka-Aron (9-19)

      • Ezifunyanwa ngamaKohati (20-26)

      • Ezifunyanwa ngamaGershon (27-33)

      • Ezifunyanwa ngamaMerari (34-40)

    • Izithembiso zikaYehova zizalisekile (43-45)

  • 22

    • Izizwe ezihlala empuma ziyagoduka (1-8)

    • Kwakhiwa isibingelelo eYordan (9-12)

    • Iyachazwa injongo yokwakhiwa kwesibingelelo (13-29)

    • Iyapheliswa ingxabano (30-34)

  • 23

    • UYoshuwa uthetha okokugqibela neenkokheli zamaSirayeli (1-16)

      • Akukho nalinye ilizwi likaYehova elingenzekanga (14)

  • 24

    • UYoshuwa uchaza imbali yamaSirayeli (1-13)

    • AmaSirayeli acelwa ukuba akhonze uYehova (14-24)

      • “Mna nendlu yam, siza kukhonza uYehova” (15)

    • UYoshuwa wenza isivumelwano namaSirayeli (25-28)

    • UYoshuwa uyafa aze angcwatywe (29-31)

    • Amathambo kaYosefu angcwatywa kwaShekem (32)

    • UEliyazare uyafa aze angcwatywe (33)