Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaMalaki

Izahluko

1 2 3 4

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Indlela uYehova abathanda ngayo abantu bakhe (1-5)

    • Ababingeleli benza imibingelelo engafanelekanga (6-14)

      • Igama likaYehova liza kuba likhulu phakathi kweentlanga (11)

  • 2

    • Ababingeleli ababafundisi abantu (1-9)

      • Imilebe yombingeleli ifanele igcine ulwazi (7)

    • Abantu banetyala lokuqhawula umtshato (10-17)

      • “ ‘Ndiyakucaphukela ukuqhawulwa komtshato,’ utsho uYehova” (16)

  • 3

    • INkosi yokwenene izokucoca itempile yayo (1-5)

      • Umthunywa wesivumelwano (1)

    • Bakhuthazwa ukuba babuyele kuYehova (6-12)

      • UYehova akatshintshi (6)

      • “Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni” (7)

      • ‘Zisani zonke izishumi, ibe uYehova uza kuqongqotha iintsikelelo’ (10)

    • Ilungisa nomenzi-bubi (13-18)

      • Kubhalwa incwadi yokukhumbuza phambi koThixo (16)

      • Umahluko phakathi kwelungisa nomenzi-bubi (18)

  • 4

    • Ukuza kukaEliya ngaphambi kwemini kaYehova (1-6)

      • “Ilanga lobulungisa liza kukhanyisa” (2)