Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YeZililo

Izahluko

1 2 3 4 5

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • IYerusalem ifaniswa nomhlolokazi

      • Ishiyeke yodwa ilahliwe (1)

      • Izono ezikhulu zeZiyon (8, 9)

      • IZiyon ilahlwa nguThixo (12-15)

      • Akukho mntu wokuthuthuzela iZiyon (17)

  • 2

    • UYehova ucatshukiswa yiYerusalem

      • Akukho luvelwano (2)

      • UYehova unjengotshaba lwayo (5)

      • Kulilelwa iZiyon (11-13)

      • Abantu abadlulayo bahlekisa ngesixeko esasisihle (15)

      • Iintshaba zivuyela ukuwa kweZiyon (17)

  • 3

    • UYeremiya uchaza indlela aziva ngayo nethemba lakhe

      • “Ndiza kulinda” (21)

      • Iinceba zikaThixo zintsha ntsasa nganye (22, 23)

      • UThixo ulungile kwabo bathembele kuye (25)

      • Kulungile ukuba abantu abatsha bathwale idyokhwe (27)

      • UThixo uvale ngelifu ukuze bangasondeli kuye (43, 44)

  • 4

    • Izinto ezimbi ezenzeka eYerusalem xa irhangqiwe

      • Akukho kutya (4, 5, 9)

      • Abafazi bapheka abantwana babo (10)

      • UYehova uwugalele umsindo wakhe (11)

  • 5

    • Abantu bathandazela ukubuyiselwa

      • “Yikhumbule into esehleleyo” (1)

      • ‘Siza kuthi shu; sonile’ (16)

      • “Sibuyisele kuwe, yhini Yehova” (21)

      • “Sizisele imihla emitsha” (21)