Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaHezekile

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UHezekile ubona imibono kaThixo eBhabhiloni (1-3)

    • Umbono wenqwelo kaYehova yasezulwini (4-28)

      • Isaqhwithi, ilifu nomlilo (4)

      • Izidalwa eziphilayo ezine (5-14)

      • Amavili amane (15-21)

      • Isibhakabhaka esibengezela okomkhenkce (22-24)

      • Itrone kaYehova (25-28)

  • 2

    • UHezekile uthunywa ukuba abe ngumprofeti (1-10)

      • “Nokuba bayamamela okanye abamameli” (5)

      • Uboniswa umsongo weengoma zokuzila (9, 10)

  • 3

    • UHezekile utya umsongo awunikwe nguThixo (1-15)

    • UHezekile uza kuba ngunogada (16-27)

      • Ukungakhathali kwenza umntu abe netyala legazi (18-21)

  • 4

    • Kuboniswa indlela eza kurhangqwa ngayo iYerusalem (1-17)

      • Kuthwalwa ityala iintsuku eziyi-390 neziyi-40 (4-7)

  • 5

    • Kuboniswa indlela eza kuwa ngayo iYerusalem (1-17)

      • Umprofeti ucheba iinwele aze azohlule kathathu (1-4)

      • IYerusalem iyingxaki ngaphezu kweentlanga (7-9)

      • Abantu abangathobeliyo baza kohlwaywa ngeendlela ezintathu (12)

  • 6

    • Kugwetywa iintaba zakwaSirayeli (1-14)

      • Izithixo ezenyanyekayo ziza kuhlaziswa (4-6)

      • “Nazi ukuba ndinguYehova” (7)

  • 7

    • Isiphelo sifikile (1-27)

      • Intlekele engaqhelekanga (5)

      • Imali ilahlwa ezitratweni (19)

      • Itempile iza kungcoliswa (22)

  • 8

    • UHezekile usiwa eYerusalem embonweni (1-4)

    • Kubonwa izinto ezenyanyekayo etempileni (5-18)

      • Abafazi balilela uTamuzi (14)

      • Amadoda akhonza ilanga (16)

  • 9

    • Amadoda amathandathu atshabalalisayo nenye enophondo lweinki (1-11)

      • Umgwebo uza kuqala kwingcwele (6)

  • 10

    • Kuthathwa umlilo phakathi kwamavili (1-8)

    • Kuchazwa iikherubhi namavili (9-17)

    • Uzuko lukaThixo luyasuka etempileni (18-22)

  • 11

    • Iinkosana ezingalunganga ziyagwetywa (1-13)

      • Isixeko sifaniswa nembiza (3-12)

    • Isithembiso sokubuyiswa (14-21)

      • Banikwa “umoya omtsha” (19)

    • Uzuko lukaThixo luyasuka eYerusalem (22, 23)

    • UHezekile ubuyela kwelamaKhaledi embonweni (24, 25)

  • 12

    • Kuboniswa indlela abaza kuthinjwa ngayo (1-20)

      • Umthwalo wokuya ekuthinjweni (1-7)

      • Inkosi iza kuhamba ngobumnyama (8-16)

      • Isonka sokuxhwaleka namanzi abawasela besoyika (17-20)

    • Buyacaca ubuxoki babavumisi bobuxoki (21-28)

      • “Akukho nalinye kumazwi am eliza kubekelwa amangomso” (28)

  • 13

    • Ukugwetywa kwabaprofeti bobuxoki (1-16)

      • Iindonga eziqatywe mhlophe ziza kuwa (10-12)

    • Ukugwetywa kwabaprofetikazi bobuxoki (17-23)

  • 14

    • Kugwetywa abantu abakhonza izithixo (1-11)

    • Akunakuphetshwa ukugwetywa kweYerusalem (12-23)

      • Ilungisa uNowa, uDaniyeli noYobhi (14, 20)

  • 15

    • IYerusalem ngumthi weediliya ongancedi nganto (1-8)

  • 16

    • Indlela uThixo ayithanda ngayo iYerusalem (1-63)

      • Ifaniswa nomntwana olahliweyo (1-7)

      • UThixo uyayithanda aze enze isivumelwano somtshato kunye nayo (8-14)

      • Uziphatha ngokungathembeki (15-34)

      • Uyohlwaywa ngenxa yokukrexeza kwakhe (35-43)

      • Ufaniswa neSamariya neSodom (44-58)

      • UThixo ukhumbula isivumelwano sakhe (59-63)

  • 17

    • Isafobe seenkozi ezimbini nomthi weediliya (1-21)

    • Isetyana elithambileyo liza kuba ngumthi omkhulu womsedare (22-24)

  • 18

    • Umntu ngamnye uza kuphenduliswa ngezono zakhe (1-32)

      • Umphefumlo owonayo kuza kufa wona (4)

      • Unyana akazukubekwa tyala ngesono sikatata wakhe (19, 20)

      • Akavuyiswa kukufa komenzi-bubi (23)

      • Ukuguquka kuzisa ubomi (27, 28)

  • 19

    • Ingoma yokuzilela iinkosi zakwaSirayeli (1-14)

  • 20

    • Imbali kaSirayeli yokujikela uThixo (1-32)

    • Isithembiso sokubuyiselwa kukaSirayeli (33-44)

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kwelizwe lasemzantsi (45-49)

  • 21

    • UThixo ukhupha ikrele lakhe lomgwebo (1-17)

    • Ukumkani waseBhabhiloni uza kutshabalalisa iYerusalem (18-24)

    • Iza kususwa inkosi engalunganga yakwaSirayeli (25-27)

      • ‘Yothula isithsaba’ (26)

      • “Ade afike lowo unelungelo elisemthethweni” (27)

    • Isiprofeto sokutshatyalaliswa kwama-Amoni ngekrele (28-32)

  • 22

    • IYerusalem, isixeko esinetyala legazi (1-16)

    • USirayeli ufaniswa nentlenge engenaxabiso (17-22)

    • Kukhalinyelwa iinkokheli nabantu bakwaSirayeli (23-31)

  • 23

    • Abafazi ababini abangathembekanga (1-49)

      • UOhola uthandana neAsiriya (5-10)

      • UOholibha uthandana neBhabhiloni neYiputa (11-35)

      • Ukohlwaywa kwabafazi ababini (36-49)

  • 24

    • IYerusalem ifaniswa nembiza enerusi (1-14)

    • Ukufa komfazi kaHezekile sisilumkiso (15-27)

  • 25

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kwama-Amoni (1-7)

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kwamaMowabhi (8-11)

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kwamaEdom (12-14)

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kwamaFilisti (15-17)

  • 26

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kweTire (1-21)

      • ‘Indawo yokomisa iminatha erhuqwayo’ (5, 14)

      • Amatye nomhlaba ziphoswa emanzini (12)

  • 27

    • Ingoma yokuzilela ukutshona kwenqanawa yaseTire (1-36)

  • 28

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kokumkani waseTire (1-10)

      • “Ndinguthixo” (2, 9)

    • Ingoma yokuzilela ukumkani waseTire (11-19)

      • “Wawuse-Eden” (13)

      • ‘Ikherubhi ekhethiweyo eyolule amaphiko” (14)

      • “Kwafumaneka ububi kuwe” (15)

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kweSidon (20-24)

    • USirayeli uza kubuyiswa (25, 26)

  • 29

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kukaFaro (1-16)

    • IBhabhiloni iza kuhlawulwa ngeYiputa (17-21)

  • 30

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kweYiputa (1-19)

      • Kuprofetwa ngokuhlasela kukaNebhukadenetsare (10)

    • Kophulwa amandla kaFaro (20-26)

  • 31

    • Ukuwa kweYiputa, umsedare omkhulu (1-18)

  • 32

    • Ingoma yokuzilela uFaro neYiputa (1-16)

    • IYiputa ingcwatywa nabantu abangolukanga (17-32)

  • 33

    • Imisebenzi kanogada (1-20)

    • Iindaba ezingokuwa kweYerusalem (21, 22)

    • Umyalezo oya kubemi bamabhodlo aseYerusalem (23-29)

    • Abantu abawuthobeli umyalezo (30-33)

      • UHezekile “unjengengoma yothando” (32)

      • “Bekukho umprofeti phakathi kwabo” (33)

  • 34

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kwabalusi bakwaSirayeli (1-10)

    • Indlela uYehova azikhathalele ngayo iigusha zakhe (11-31)

      • “Umkhonzi wam uDavide” uza kuzalusa (23)

      • “Isivumelwano soxolo” (25)

  • 35

    • Kuprofetwa ngokutshatyalaliswa kommandla weentaba wakwaSehire (1-15)

  • 36

    • Kuprofetwa ngeentaba zakwaSirayeli (1-15)

    • Ukubuyiswa kukaSirayeli (16-38)

      • ‘Ndiza kulingcwalisa igama lam elikhulu’ (23)

      • ‘Ilizwe linjengomyezo wase-Eden’ (35)

  • 37

    • Umbono wentlambo enamathambo awomileyo (1-14)

    • Kuza kudityaniswa iintambo ezimbini (15-28)

      • Uhlanga olunye oluza kulawulwa ngukumkani omnye (22)

      • Isivumelwano soxolo esiza kuhlala ngonaphakade (26)

  • 38

    • UGogi uhlasela uSirayeli (1-16)

    • UYehova ukhuphela umsindo wakhe kuGogi (17-23)

      • ‘Iintlanga ziza kwazi ukuba ndinguYehova’ (23)

  • 39

    • Ukutshatyalaliswa kukaGogi nomkhosi wakhe (1-10)

    • Bangcwatyelwa kwiNtlambo YaseHamon-Gogi (11-20)

    • Kubuyiswa uSirayeli (21-29)

      • Umoya kaThixo uthululwa phezu koSirayeli (29)

  • 40

    • UHezekile uziswa kwaSirayeli embonweni (1, 2)

    • UHezekile ubona itempile embonweni (3, 4)

    • Iiyadi neegeyithi (5-47)

      • Igeyithi engaphandle ejonge ngasempuma (6-16)

      • Iyadi engaphandle; ezinye iigeyithi (17-26)

      • Iyadi engaphakathi neegeyithi (27-37)

      • Igumbi lemisebenzi yasetempileni (38-46)

      • Isibingelelo (47)

    • Iveranda yetempile (48, 49)

  • 41

    • Indawo engcwele yetempile (1-4)

    • Udonga namagumbi asemacaleni (5-11)

    • Isakhiwo esisentshona (12)

    • Ukumetwa kwesakhiwo (13-15a)

    • Umphakathi wendawo engcwele (15b-26)

  • 42

    • Izakhiwo zendawo yokutyela (1-14)

    • Ukumetwa kwamacala amane etempile (15-20)

  • 43

    • Itempile igcwaliswa luzuko lukaYehova (1-12)

    • Isibingelelo (13-27)

  • 44

    • Igeyithi yasempuma ifanele ihlale ivaliwe (1-3)

    • Imithetho malunga nabantu basemzini (4-9)

    • Imithetho malunga nabaLevi nababingeleli (10-31)

  • 45

    • Umnikelo ongcwele nesixeko (1-6)

    • Umhlaba weenkosi (7, 8)

    • Iinkosi zimele zithembeke (9-12)

    • Iminikelo yabantu neyeenkosi (13-25)

  • 46

    • Iminikelo kumatheko athile (1-15)

    • Ukwabiwa kwelifa lenkosi (16-18)

    • Iindawo zokupheka umnikelo (19-24)

  • 47

    • Umfula osuka etempileni (1-12)

      • Amanzi aya esiba nzulu (2-5)

      • Amanzi oLwandle Olufileyo ayaphiliswa (8-10)

      • Imigxobhozo ayiphiliswa (11)

      • Imithi yeziqhamo neyokuphilisa (12)

    • Imida yelizwe (13-23)

  • 48

    • Kwahlulwa ilizwe (1-29)

    • Iigeyithi eziyi-12 zesixeko (30-35)

      • Isixeko esibizwa ngokuthi “UYehova Ulapho” (35)