Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaHabhakuki

Izahluko

1 2 3

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Umprofeti ucela uncedo (1-4)

      • “Yhini Yehova, kuza kude kube nini?” (2)

      • “Kutheni unyamezela ingcinezelo?” (3)

    • AmaKhaledi, isixhobo sikaThixo sokugweba (5-11)

    • Umprofeti ucenga uYehova (12-17)

      • ‘Thixo wam, awufi’ (12)

      • ‘Usulungeke kakhulu ukuba ungabukela ububi’ (13)

  • 2

    • ‘Ndiza kuhlala ndilindele ukuva ukuba uza kuthini’ (1)

    • UYehova uphendula umprofeti (2-​20)

      • ‘Hlala uwulindele umbono’ (3)

      • Umntu olilungisa uza kuphila ngokuba nokholo (4)

      • AmaKhaledi kuthiwa aza kuthi shu kude kube kahlanu (6-20)

        • Umhlaba uza kugcwala kukwazi uYehova (14)

  • 3

    • Umprofeti ucela uYehova ukuba kubekho into ayenzayo (1-19)

      • UThixo uza kubasindisa abantu bakhe abakhethiweyo (13)

      • Ukugcoba ngoYehova nangona kunzima (17, 18)