Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaEstere

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Itheko likaKumkani uAhaswerosi eShushan (1-9)

    • UKumkanikazi uVashti akathobeli (10-12)

    • Ukumkani ufuna icebiso kumadoda akhe azizilumko (13-20)

    • Kukhutshwa umyalelo kakumkani (21, 22)

  • 2

    • Kukhangelwa ukumkanikazi omtsha (1-14)

    • UEstere uba ngukumkanikazi (15-20)

    • UMordekayi uchaza iyelenqe (21-23)

  • 3

    • UHaman udunyiswa ngukumkani (1-4)

    • UHaman wenza iyelenqe lokutshabalalisa amaYuda (5-15)

  • 4

    • UMordekayi uyazila (1-5)

    • UMordekayi ucela uEstere angenelele (6-17)

  • 5

    • UEstere uya kukumkani (1-8)

    • UHaman uba nomsindo nekratshi (9-14)

  • 6

    • UMordekayi unikwa imbeko ngukumkani (1-14)

  • 7

    • UEstere uxela iyelenqe likaHaman (1-6a)

    • UHaman uxhonywa kwisibonda asenzileyo (6b-10)

  • 8

    • UMordekayi uyanyuselwa (1, 2)

    • UEstere ucenga ukumkani (3-6)

    • Ukumkani ukhupha omnye umyalelo (7-14)

    • AmaYuda afumana isiqabu aze avuye (15-17)

  • 9

    • Ukoyisa kwamaYuda (1-19)

    • Kusekwa iTheko LePurim (20-32)

  • 10

    • Ubukhulu bukaMordekayi (1-3)