Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi Ka-Amosi

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UAmosi ufumana umyalezo ovela kuYehova (1, 2)

    • Bayagwetywa ngenxa yokuqhubeka bengathobeli (3-15)

  • 2

    • Bayagwetywa ngenxa yokuqhubeka bengathobeli (1-16)

  • 3

    • Kuchazwa umgwebo kaThixo (1-8)

      • UThixo uchaza umcimbi wakhe oyimfihlo (7)

    • Umyalezo wokutshatyalaliswa kweSamariya (9-15)

  • 4

    • Umyalezo wokutshatyalaliswa kweenkomo zaseBhashan (1-3)

    • UYehova ugxeka amaSirayeli ngokukhonza kwawo izithixo (4, 5)

    • AmaSirayeli awafuni kuqeqeshwa (6-13)

      • “Zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho” (12)

      • ‘UThixo uxelela umntu izinto azicingayo’ (13)

  • 5

    • USirayeli ufaniswa nentombi ewileyo (1-3)

    • Khangelani uThixo nize niqhubeke niphila (4-17)

      • Kucaphukeleni okubi, nize nithande okulungileyo (15)

    • Imini kaYehova, imini yobumnyama (18-27)

      • Imibingelelo kaSirayeli ayamkelwa (22)

  • 6

    • Baza kuthi shu abo bahleli ngokukhululeka! (1-14)

      • Iibhedi zeempondo zeendlovu; izitya zewayini (4, 6)

  • 7

    • Imibono ebonisa ukuba isiphelo sikaSirayeli sisondele (1-9)

      • Iinkumbi (1-3), umlilo (4-6), intambo yokumeta (7-9)

    • UAmosi kuthiwa makayeke ukuprofeta (10-17)

  • 8

    • Umbono webhaskithi eneziqhamo zasehlotyeni (1-3)

    • Kugwetywa abantu abacinezelayo (4-14)

      • Indlala yokuva amazwi kaYehova (11)

  • 9

    • Imigwebo kaThixo ayinakubalekwa (1-10)

    • Intente kaDavide iza kuvuswa (11-15)