Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YaBagwebi

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Ukoyisa kwesizwe sakwaYuda nesakwaSimeyon (1-20)

    • AmaYebhusi aqhubeka ehlala eYerusalem (21)

    • Indlu kaYosefu yoyisa iBheteli (22-26)

    • AmaKanan awagxothwa ngokupheleleyo (27-36)

  • 2

    • Isilumkiso esivela kwingelosi kaYehova (1-5)

    • UYoshuwa uyafa (6-10)

    • Kusetyenziswa abagwebi ukuze kusindiswe amaSirayeli (11-23)

  • 3

    • UYehova uvavanya amaSirayeli (1-6)

    • UOteniyeli, umgwebi wokuqala (7-11)

    • UMgwebi uEhudi ubulala uKumkani uEglon otyebileyo (12-30)

    • UMgwebi uShamgare (31)

  • 4

    • UKumkani uYabhin wakwaKanan ucinezela amaSirayeli (1-3)

    • Umprofetikazi uDebhora noMgwebi uBharaki (4-16)

    • UYaheli ubulala uSisera intloko yomkhosi (17-24)

  • 5

    • Ingoma eculwa nguDebhora noBharaki emva kokuba boyisile (1-31)

      • Iinkwenkwezi zilwa noSisera (20)

      • Izikhukula zaseKishon (21)

      • Abo bathanda uYehova banjengelanga (31)

  • 6

    • AmaMidiyan acinezela amaSirayeli (1-10)

    • Ingelosi iqinisekisa uMgwebi uGidiyon ukuba uza kuxhaswa (11-24)

    • UGidiyon udiliza isibingelelo sikaBhahali (25-32)

    • Umoya kaThixo uyasebenza kuGidiyon (33-35)

    • Kwenziwa uvavanyo ngoboya (36-40)

  • 7

    • UGidiyon namadoda akhe ayi-300 (1-8)

    • Umkhosi kaGidiyon woyisa amaMidiyan (9-25)

      • “Ikrele likaYehova nelikaGidiyon!” (20)

      • Isiphithiphithi kwinkampu yamaMidiyan (21, 22)

  • 8

    • AmaEfrayim axambulisana noGidiyon (1-3)

    • Ookumkani bakwaMidiyan bayaleqwa babulawe (4-21)

    • UGidiyon akavumi ukuba ngukumkani (22-27)

    • Ubomi bukaGidiyon (28-35)

  • 9

    • UAbhimeleki uba ngukumkani kwaShekem (1-6)

    • Umzekeliso kaYotham (7-21)

    • UAbhimeleki ulawula ngobundlobongela (22-33)

    • UAbhimeleki uhlasela kwaShekem (34-49)

    • UAbhimeleki wonzakaliswa ngumfazi, afe (50-57)

  • 10

    • Abagwebi uTola noYayire (1-5)

    • AmaSirayeli awathobeli aze aphinde aguquke (6-16)

    • Ama-Amoni alungiselela ukulwa namaSirayeli (17, 18)

  • 11

    • UMgwebi uYifeta uyagxothwa, kamva enziwe inkokheli (1-11)

    • UYifeta uthethathethana nama-Amoni (12-28)

    • Isifungo sikaYifeta nentombi yakhe (29-40)

      • Intombi kaYifeta ayitshati (38-40)

  • 12

    • Kuliwa namaEfrayim (1-7)

      • Ukuvavanywa ngegama elithi Shibholete (6)

    • Abagwebi uIbhetsan, uElon noAbhedon (8-15)

  • 13

    • UManowa nomkakhe bafikelwa yingelosi (1-23)

    • Kuzalwa uSamson (24, 25)

  • 14

    • UMgwebi uSamson ufuna umfazi womFilisti (1-4)

    • USamson ubulala ingonyama encedwa ngumoya kaYehova (5-9)

    • Uqash-qash kaSamson emtshatweni (10-19)

    • Umfazi kaSamson unikwa enye indoda (20)

  • 15

    • USamson uziphindezela kumaFilisti (1-20)

  • 16

    • USamson eGaza (1-3)

    • USamson noDelila (4-22)

    • USamson uyaziphindezela aze afe (23-31)

  • 17

    • Izithixo zikaMika nombingeleli wakhe (1-13)

  • 18

    • AmaDan akhangela umhlaba (1-31)

      • Kuthinjwa izithixo nombingeleli kaMika (14-20)

      • Kuthinjwa iLayishe ize ibizwe ngokuthi yiDan (27-29)

      • AmaDan akhonza izithixo (30, 31)

  • 19

    • AmaBhenjamin adlwengula umfazi eGibheyon (1-30)

  • 20

    • Kuliwa namaBhenjamin (1-48)

  • 21

    • AmaBhenjamin ayasinda njengohlanga (1-25)