Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Yokuqala Eya KuTimoti

Izahluko

1 2 3 4 5 6

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Imibuliso (1, 2)

    • Kulumkiswa ngabafundisi bobuxoki (3-11)

    • UPawulos wenzelwa ububele yiNkosi (12-16)

    • UKumkani kanaphakade (17)

    • ‘Yilwa imfazwe yobulungisa’ (18-20)

  • 2

    • Kuthandazelwa zonke iintlobo zabantu (1-7)

      • Mnye uThixo, mnye umlamli (5)

      • Kuhlawulelwa wonke umntu (6)

    • Imiyalelo eya kumadoda nabafazi (8-15)

      • Nxibani ngesidima (9, 10)

  • 3

    • Izinto ezenza umntu akufanelekele ukuba ngumdala (1-7)

    • Izinto ezenza umntu akufanelekele ukuba sisicaka solungiselelo (8-13)

    • Imfihlelo engcwele yokuzinikela kuThixo (14-16)

  • 4

    • Kulumkiswa ngeemfundiso zeedemon (1-5)

    • Indlela yokumsebenzela kakuhle uKristu (6-10)

      • Ukuqeqesha umzimba kuthelekiswa nokuzinikela kuThixo (8)

    • Zigade izinto ozifundisayo (11-16)

  • 5

    • Indlela yokuphatha abantu abatsha nabadala (1, 2)

    • Kukhathalelwa abahlolokazi (3-16)

      • Ukuhoya abantu abasendlini yakho (8)

    • Banikeni imbeko abadala abasebenza nzima (17-25)

      • ‘Sela intwana yewayini ukuze incede isisu sakho’ (23)

  • 6

    • Amakhoboka amele azithobele iinkosi zawo (1, 2)

    • Abafundisi bobuxoki nokuthanda imali (3-10)

    • Imiyalelo eya kumntu kaThixo (11-16)

    • Ukwenza izinto ezininzi ezintle (17-19)

    • Yikhusele into oyiphathisiweyo (20, 21)