Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Yokuqala Eya KwabaseTesalonika

Izahluko

1 2 3 4 5

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Imibuliso (1)

    • Kubulelwa ukholo lwamaTesalonika (2-10)

  • 2

    • UPawulos ushumayela eTesalonika (1-12)

    • AmaTesalonika amkela ilizwi likaThixo (13-16)

    • UPawulos ufuna nyhani ukubona amaTesalonika (17-20)

  • 3

    • UPawulos ulinde enexhala eAthene (1-5)

    • Amazwi athuthuzelayo kaPawulos (6-10)

    • Kuthandazelwa amaTesalonika (11-13)

  • 4

    • Kulumkiswa ngokuziphatha kakubi ngesondo (1-8)

    • Thandanani nakakhulu (9-12)

      • ‘Sanukugxuphuleka kwizinto zabantu’ (11)

    • Abafe bemanyene noKristu baza kuvuka kuqala (13-18)

  • 5

    • Ukuza kwemini kaYehova (1-5)

      • “Siseluxolweni yaye sikhuselekile!” (3)

    • Hlalani nithe qwa, nisezingqondweni (6-11)

    • Ukhuthazo (12-24)

    • Imibuliso yokugqibela (25-28)