Yiya kwinkcazelo

Ukufundisa Inyaniso EseBhayibhileni

Funda ngamava amaNgqina kaYehova njengoko eshumayela kubo bonke abantu ngenyaniso eseBhayibhileni.

Baqhuba Izifundo ZeBhayibhile Ngefowuni Yasekuhlaleni

UDaiane waziqalisa njani izifundo zeBhayibhile kwindawo esecaleni engenambane neintanethi?

Wavuya Kakhulu Xa Wayebona Imiphumo Yokushumayela

UDesicar okhulisa umntwana yedwa eVenezuela wenze njani ukuze akwazi ukushumayela ngexesha lekhorona?

Abantu Bazixabisa Iileta Zakhe

Kunceda njani ukushumayela ngokubhala iileta?

“Kudala Ndilinde Ukuba Undifowunele”

Isibini siyavuya kuba siye sanesibindi sokushumayela ngefowuni

Baqhubeka Beshumayela Ngexesha Lekhorona

Abazalwana noodade baqhubeka bevuya ngokutshintsha indlela yokushumayela ukuze baxelele abanye ngomyalezo othuthuzelayo.

Imithandazo Yebhinqa Elingaboniyo Iyaphenduleka

UMingjie wathandazela ukuba afumane amaKristu okwenyani. Yintoni eyamenza waqiniseka ukuba imithandazo yakhe iphendulwe?

Isifundo SeBhayibhile Esinye Senza Kwakho Ezininzi

AmaNgqina KaYehova aseGuatemala ashumayela kubantu abaninzi abathetha isiKekchi.

Umfundisi Ufumana Iimpendulo

Emva kokuba unyana wabo eye wagula waza wasweleka, umfundisi nenkosikazi yakhe balila kakhulu. Kodwa bafumana iimpendulo ezanelisayo ngokufa.

Babecinga Ukuba Ngumfundisi

Elinye iNgqina LikaYehova laseChile lafumana ithuba elihle lokushumayela ngeendaba ezilungileyo laza lacacisa ukuba uThixo wayengafuni abantu bafe.

AmaPolisa Akhapha UJoseph

Amapolisa awanceda njani amaNgqina kaYehova ashumayela iindaba ezilungileyo?

Bandinceda Bengandazi Nokundazi

Kwakutheni ukuze abantwana abayi-5 bancede umntu abangamaziyo kubanda?

“Xa Umntu Eye Wanyaniseka Kwinto Nje Enye”

Funda ukuba kutheni iNgqina LikaYehova laseMzantsi Afrika lisebenze kangaka ukuze libuyisele ibhegi ebishiywe kivenkile yokutyela.

“Ndenza Konke Endinokukwenza Ukuze Ndikhonze UYehova”

UIrma ophantse abe neminyaka eyi-90 ubudala, iileta zakhe ezithetha ngeBhayibhile ziyabanceda kakhulu abantu.

Baxelele Ukuba Uyabathanda

Funda indlela iBhayibhile eyinceda ngayo ukuze umtshato ube mnandi

“Asiqhelanga Kufundiswa Ngolu Hlobo!”

Iividiyo ezikwiwebhsayithi ethi jw.org/xh zibangel’ umdla kootitshala, abacebisi babantwana nabanye.

Wenzelwa Ububele NgumKristu

Ukwenzelwa ububele kwamnceda njani umntu owayechasa wamkela inyaniso?

Ungaze Ulahle Ithemba!

Ungaze uyeke ukuba nethemba lokuba ekugqibeleni omnye umntu uza kuyamkela inyaniso. Funda ngabathile abaye abalahla themba nangesizathu sokuba benjenjalo.

UHulda Wayifumana Into Awayeyifuna

Yintoni awayenzayo uHulda ukuze afumane ithablethi awayeza kuyisebenzisa xa eshumayela naxa ekwiintlanganiso zamaKristu?

Iphulo Elicetywe Kakuhle Lithwala Isiqhamo

Funda indlela eyasebenza nzima ngayo intombazana eneminyaka elishumi yaseChile ukuze imeme bonke abantwana besikolo sayo abathetha ulwimi lwesiMapudungun.

Sukubajonga Ezibhatyini Abantu

Kwenzeka ntoni xa elinye iNgqina LikaYehova lashumayela kumntu omdaka nonezothe owayehlala esitratweni?