Yiya kwinkcazelo

Umsebenzi Nemali

Umsebenzi

Ihlabathi Eligcwele Ububi—Khusela Imali Yakho Nezinto Onazo

Ukuba uyisebenzisa kakuhle imali, uza kukwazi ukuzilungiselela xa kuvela ingxaki.

Ukusebenza Nzima—Ngaba Kuphelelwe Lixesha?

Abanye abantu bakujongela phantsi ukusebenza nzima. Kodwa abanye abaninzi bayakuthanda ukusebenza nzima. Bancedwe yintoni ukuze bakuthande ukusebenza nzima?

Okufundiswa YiBhayibhile Ngomsebenzi

Ngaba ibalulekile into yokuba wenza umsebenzi onjani?

Oko Unokukwenza Xa Udinwe Ngokugqithiseleyo

Amacebiso amane anokukunceda ungaqotywa ngumsebenzi.

Ngaba Uzixakekise Ngezinto Ezininzi?

Abantu abaninzi abakwazi ukuzenza zonke izinto ezifuneka emsebenzini nasekhaya ngexesh’ elinye. Yenziwa yintoni le ngxaki? Inokupheliswa njani?

Indlela Oyijonga Ngayo Imali

Ngaba Imali Yingcambu Yazo Zonke Izinto Ezimbi?

Into edla ngokuthethwa ethi “imali yingcambu yazo zonke izinto ezimbi” ayisuki Bhayibhileni.

Phucula Ubomi Bakho​​—⁠Indlela Yokusebenzisa Imali Kakuhle

Imigaqo yeBhayibhile inokukunceda njani uhlise iingxaki zakho zemali?

Ifundisa Ntoni IBhayibhile Ngemali?

Ngaba imali yingcambu yazo zonke iintlobo zobubi?

Ukubeka Imali Kwindawo Yayo

Izinto ezisixhenxe ezinokukunceda uzihlole ukuba isafanelekile na indlela oyijonga ngayo imali.

Indlela Yokufumana Ulonwabo—Ukwaneliseka Nokupha

Abantu abaninzi bacinga ukuba ukuze wonwabe kufuneka ube nezinto ezininzi, ube sisityebi. Ngaba ukuba nemali nezinto ezininzi kubangela ulonwabo olungasoze luphele? Izinto ezenzekayo zibonisa ntoni?

Ngaba Imfundo Nemali Zingakwazi Ukusinika Ikamva Eliqinisekileyo?

Abantu abaninzi bafumanise ukuba imfundo nemali aziyenzi le nto bebeyilindele.

Kutheni Sithenga?

Kutheni abantu abaninzi bethenga izinto abangazidingiyo? Ungazikhusela njani ukuze ungabi lixhoba lezentengiso

Ngaba Umahluko Okhoyo Phakathi Kwabantu Abasokolayo Nezityebi Ungaphela?

Ukhona urhulumente onokulawula kakuhle aze aphelise indlala neengxaki zokuhlupheka.

Izinto Ezintathu Ezingenakuthengwa Ngemali

Imali isinceda sikwazi ukuthenga izinto esizifunayo, kodwa eyona nto yanelisayo ebomini siyifumana kwizinto ezingenakuthengwa ngemali.

Ukuxhalatyiswa Yimali

Enye indoda yakwazi ukunyamekela intsapho yayo nangona amaxabiso ezinto eziyimfuneko antinga ngokoyikisayo.

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Indlela Yokuphila Ngemali Encinci

Ukuba nemali encinci kungakwenzela istres, kodwa amacebiso obulumko asuka eBhayibhileni angakunceda uphile ngemali encinci.

Ulutsha Luthetha Ngemali

Fumana amacebiso endlela yokugcina imali, ngendlela yokuyisebenzisa nokuba imali ibe kwindawo yayo.

Iingxaki Zemali Namatyala—Ngaba IBhayibhile Ingakunceda

Imali ayiluzisi ulonwabo, Kodwa imigaqo yeBhayibhile emine ingakunceda kwizinto eziphathelele imali.

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Iingxabano ezininzi zeentshapho zibangelwa yimali. Funda ngendlela iBhayibhile enokukunceda ngayo kwiingxaki zemali.

Indlela Yokulumkela Inkcitho

Sukulinda de uphelelwe yimali ukuze ucinge ngendlela yokulumkela inkcitho. Funda indlela yokulumkela ukudyiwaza ungekade ungene engxakini.

Ndinokwenza Njani Ukuze Ndingayisebenzisi Kakhulu Imali?

Ngaba ukhe waya evenkileni uye kubuka kodwa wabuya uthenge into eduru? Ukuba kunjalo, eli nqaku libhalelwe wena.

Xa Kufuneka Ubuyele Ekhaya

Ngaba wakhe wemka ekhaya wazama ukuzihlalela, waza wabethwa yimeko yezoqoqosho? Nanga amacebiso aluncedo anokukunceda.

Indlela Yokuhlangabezana Namatyala

Iintsapho zingenza ntoni xa kunzima ukuphuma ematyaleni?

Ngaba Ndifanele Ndiboleke Imali?

Ubulumko obuseBhayibhileni bungakunceda wenze isigqibo.

Ukumelana Nendlala

Ithemba Kumahlwempu Nabangenamakhaya

Amacebiso aseBhayibhileni angakunceda kwezoqoqosho nangokweemvakalelo.

Okuthethwa YiBhayibhile Ngendlala

Ngaba abantu abaziimpula zikalujaca bangonwaba?

Ngaba Ingaze Ingabikho Indlala Emhlabeni?

Ngubani onokukwazi ukuphelisa indlala?

Ngaba uThixo Uwakhathalele Amahlwempu?

Funda ngendlela uThixo awakhathalele ngayo amahlwempu.

Abantu Abafudukela Kwamanye Amazwe—Ukukhangela Amadlelo Aluhlaza

Ngaba ukufudukela kwelinye ilizwe kusisiqinisekiso sokuba intsapho yakho iza kuphila ubomi obubhetele?