Yiya kwinkcazelo

Ukuvana Nabanye Abantu

Ukwakha Ubuhlobo

Phucula Ubomi Bakho​—Indlela Oyiphatha Ngayo Intsapho Yakho Nabahlobo

Ukuze abantu bahlale bevana, funeka bahlale bencedana.

Umbona ngantoni umhlobo wokwenene?

Inkoliso yabantu ivakalelwa kukuba kubalulekile ukuba nabahlobo bokwenene. Unokuba nguye njani umhlobo wokwenene? Eli nqaku linamacebiso amane aseBhayibhileni.

Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?

Kulula ukufumana abahlobo abangakuthandiyo kodwa ungabafumana njani aba bokwenyaniso?

Indlela Yokwenza Abahlobo Bokwenene

Amacebiso amane anokuqinisa ubuhlobo.

Ngaba Ndifanele Ndizenzele Abahlobo Abangakumbi?

Kumnandi ukuba nabahlobo abathile abasenyongweni, kodwa akusoloko kunceda. Ngoba?

Ukuba Lilolo

Xa Unesithukuthezi

Isithukuthezi siyingozi empilweni yakho njengokutshaya iientyi eziyi-15 ngosuku. Ungasiphepha njani isithukuthezi?

Kutheni Ndingenazo Nje Iitshomi?

Ayinguwe wedwa oziva enesithukuthezi okanye ongenazitshomi. Funda ngendlela iintanga zakho ezimelana ngayo nezi mvakalelo.

Ukuncokola Ngezinto Ze-elektroniki

Ukubeka Umsebenzi Endaweni Yawo

Amacebiso amahlanu okubeka umsebenzi endaweni yawo.

Ukuyisebenzisa Kakuhle Iteknoloji

Ukusebenzisa izixhobo zeteknoloji kunokuba luncedo okanye kubangele iingxaki emtshatweni. Ziwuchaphazela njani umtshato wenui?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokufaka Iifoto Kwi-intanethi?

Xa ufaka iifoto ozithandayo kwi-intanethi wazisa abahlobo nabantu bakokwenu ukuba unjani, kodwa zikhona neendlela okuyingozi ngako.

Zisebenzise Kakuhle IiWebhsayithi Zokuncokola

Hlala ukhuselekile xa usebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni?

Iisms zinokubonakalisa ubuhlobo onabo nabantu kunye nendlela abanye abakujonga ngayo.

Ukuba Nesimilo Xa Usebenzisa Ifowuni

Ngaba kukrwada ukupazamisa incoko kuba nje ufuna ukujonga isms? Okanye kukrwada ukungayihoyi isms kuba uncokola?

Ukuthandana

Ngaba Ukuncwasa Ngumdlalo Nje?

Yintoni ukuncwasa kanye kanye? Kutheni abanye abantu beyenza loo nto? Ngaba bukho ubungozi?

Ngaba Bubuhlobo Nje Okanye Luthando?​—Inxalenye  1: Yintoni Ebangela Ukuba Ndizibuze?

Fumana amacebiso anokukunceda uqonde ukuba umntu okuthumelela umyalezo uthetha ukuthini na.

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 1

Ziziphi iingenelo kunye neengxaki onokuzilindela emtshatweni?

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 2

Funda ngendlela onokuzilungiselela ngayo iingxaki engakhange uzicinge emtshatweni.

Ziintoni Endinokuzilindela Xa Ndithandana?

Izinto ezintathu enimele nizazi njengokuba nisiya nisazana bhetele.

Ngaba Luthando Okanye Yintabatheko?

Funda ngoko kuthethwa yintabatheko nothando lokwenene.

Ithini IBhayibhile Ngokuhlalisana?

Imiyalelo kaThixo isixelela izinto esimele sizenze ukuze sibe nemitshato ephumelelayo, ibe inceda abantu abayithobelayo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anayo Imiyalelo Ngokuthandana?

Ngaba ukuthandana kukuzonwabisa nje okanye yinto engaphaya?

Ukuthandana—Inxalenye 3: Ngaba Sifanele Sohlukane?

Ngaba ufanele uqhubeke uthandana ukuba uyathandabuza? Eli nqaku liza kukunceda wenze isigqibo.

Luyintoni Uthando Lokwenene?

Imigaqo yeBhayibhile inokuwanceda amaKristu ukuba akhethe amaqabane omtshato afanelekileyo aze aqhubeke ethandana nasemva kokuba etshatile.

Xa Nisahlukana

Unokuqhubeka njani nobomi emva kwentlungu yokwahlukana?

Ukulungisa Iingxabano

Abantu Bangaxolelana Njani?

Imigaqo eseBhayibhileni iye yanceda abantu ababekade beziintshaba ukuba babe noxolo bade babe ngabahlobo.

Yintoni Ukuxolela?

IBhayibhile inamacebiso amahlanu anokukunceda uxolele umntu.

Indlela Yokuxolela

Yintoni eyenza kube nzima ukuxolela? Funda indlela amacebiso eBhayibhile anokunceda ngayo.

Indlela Yokufumana Ulonwabo—Ukuxolela

Awusoze wonwabe okanye ube sempilweni xa uhleli unomsindo okanye unenzondo.

Prejudice and Discrimination

Yintoni Umkhethe?

Kudala abantu besosuleleka ngumkhethe. Funda eBhayibhileni ukuze uqiniseke ukuba awukhuli entliziyweni yakho.

Ucalucalulo—Ingxaki Egquba Kulo Lonke Elimiweyo

Yintoni ucalucalulo? Kutheni kusithiwa lungumbandela onzima ozalise ihlabathi?

Umkhethe​​—⁠Ngaba Wena Unawo?

Ziintoni ezinokubonisa ukuba sinomkhethe?

IBhayibhile Ingasinceda Njani Sikwazi Ukunyamezelana?

Ezi zibhalo zisibonisa ukuba iBhayibhile ifuna senze uxolo size sibahloniphe bonke abantu.

Ithini IBhayibhile Ngobuhlanga?

Ngaba zonke iintlanga ziyalingana? Buya kuze buphele ubuhlanga?

Indlela Yokuphelisa Inzondo Eqhubekayo—Sukuba Nomkhethe

Xelisa uThixo ngokungabi namkhethe uze ususe iingcinga ezimbi onazo ngabanye abantu.

Umkhethe​​—⁠Yenza Abahlobo

Jonga indlela ekunokukunceda ngayo ukuba nabahlobo abangafani nawe.

Ngaba Abantu Bazo Zonke Iintlanga Bangaze Baphathwe Ngokufanayo?—Ithini IBhayibhile?

Abantu abaninzi bafunda eBhayibhileni indlela yokuphatha abanye ngembeko.

Luza Kuphela Nini Ucalucalulo Emhlabeni?

Imizekelo yokoqobo ibonisa indlela iBhayibhile ebanceda ngayo abantu beyeke ukuba nocalucalulo. Luya kupheliswa nini ngokupheleleyo?

Uthando Olungagungqiyo Luza Kuyoyisa Nini Inzondo?

Kunokuba yinto enzima ukuyeka ukuba nenzondo. Bukela indlela umYuda nomArabhu abayenza ngayo loo nto.

Ndandisilwa Ubuhlanga

URafika wayekwiqela elalisilwa ubuhlanga. Kamva wafunda ngethemba loBukumkani BukaThixo obuza kuzisa uxolo nobulungisa.