Yiya kwinkcazelo

Intsapho

Ngaba uneengxaki nabazali bakho? Ngaba awuvani nabantwana bakowenu? IBhayibhile ingakunceda ukwazi ukulungisa iingxaki zentsapho.

Relationship With Parents

Ndinokuvana Njani Nabazali Bam?

Hlola izinto ezintlanu onokuzenza ezinokukunceda uphelise uze unciphise ingxabano.

Ndingancokola Njani Nabazali Bam?

Kungakunceda kakhulu kunokuba ucinga.

Ndingathetha Njani Nabazali Bam Ngemithetho Abandibekele Yona?

Funda ngokuthetha nabazali bakho ngembeko kwaye uza kothuka ukuba kungakunceda njani oku.

Ngaba Kunyanzelekile Kubekho Imithetho Ekhaya?

Ngaba kunzima ukuthobela imithetho yabazali? Nanga amacebiso anokukunceda uzijonge kakuhle izinto.

Isizathu Sokubekwa Kwemithetho

Cinga ngemithetho okufumanisa kunzima ukuyithobela.

Ndinokuthetha Njani Nabazali Bam?

Nazi ezinye izinto ezinokukunceda kube lula ukuncokola nabazali bakho.

Ndingenza Njani Xa Ndiye Andawuthobela Umthetho Wabazali?

Awunakuyitshintsha into eyenzekileyo, kodwa ungazama ukuba izinto zingabi mbi kakhulu. Eli nqaku liza kusibonisa indlela yokwenza oku.

Ndingenza Ntoni Ukuze Abazali Bam Bandithembe?

Izinto eziyi-3 ezizokunceda unikwe inkululeko eninzi

Ndinokuyifumana Njani Inkululeko Engakumbi?

Usenokucinga ukuba ufanele uphathwe njengomntu omdala, kodwa abazali bakho abavumelani nawe. Ziintoni onokuzenza ukuze bakuthembe?

Kutheni Abazali Bam Bengandivumeli Ukuba Ndonwabe?

Ngaba ndifanele ndibaqhathe ukuze ndiye konwaba, okanye ndimele ndibaxelele inyani abazali bam?

Ndinokwenza Ntoni Xa Umzali Wam Egula?

Ayinguwe wedwa umntu osemtsha ojamelene nemeko enjalo. Funda ukuba yintoni eyanceda abanye ababini ukuba bamelane nale ngxaki.

Xa Umzali Egula

Eli phepha unokubhala kulo linokukunceda unyamekele wena naye.

Ngaba Abazali Bakho Bayadivosa?

Unokuyiphelisa njani loo ntlungu, umsindo nenzondo?

Home Life

Kutheni Kufuneka Ndenze Uxolo Nabantwana Basekhaya?

Uyabathanda kodwa ngamanye amaxesha bakucaphukisa nyhani.

Ukuxolelana Nabantwana Bakowenu

Sebenzisa eli phepha unokubhala kulo ukuze wazi, uhlolisise uze ulungise iingxabano nomntwana wakowenu.

Izinto Eziyimfihlo—Ubuya Kuthini?

Bona indlela onokwenza bakuthembe ngakumbi ngayo abazali bakho.

Xa Kufuneka Ubuyele Ekhaya

Ngaba wakhe wemka ekhaya wazama ukuzihlalela, waza wabethwa yimeko yezoqoqosho? Nanga amacebiso aluncedo anokukunceda.