Yiya kwinkcazelo

Amanqaku Ebikwiphepha Lokuqala

 

Ngaba Ukuqhankqalaza Kusisicombululo?

Ukuqhankqalaza kunganefuthe elikhulu ekwenzeni utshintsho. Kodwa ngaba kusisicombululo sokuphelisa okungekho sikweni, urhwaphilizo nengcinezelo?

Ngaba Sisono Ukutshaya?

Ukuba iBhayibhile ayithethi ngokutshaya, singawuphendula njani lo mbuzo?

Uyayazi Inyani?

IBhayibhile ineempendulo zeyona mibuzo abantu abadla ngokubuza yona.

Zipheni Ixesha Lokuba Kunye

Kunokuba nzima ukuncokola nokuba umyeni nenkosikazi sebesegumbini elinye. Abantu abatshatileyo banokwenza njani ukuze balonwabele ixesha lokuba kunye?

Kufunyenwe Inguqulelo YeBhayibhile Eyayilahlekile

Bukela ibali elibangela umdla elithetha ngenguqulelo yeBhayibhile ebalulekileyo eyayilahlekile yaza yafunyanwa emva kweminyaka engaphezu kweyi-200.

Melana Nengcinezelo Yoontanga!

Amanyathelo amane alula anokukunceda ube namandla okuzenzela izigqibo.

Ngaba UThixo Uwakhathalele Amabhinqa?

Ukwazi impendulo kungakunceda uxole naxa uphathwa kakubi kuba ulibhinqa.

 

Iza Kuphela Nini Imilo?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi abantu baseza kuyeka ukulwa. IBhayibhile iyachaza ukuba iza kwenzeka njani loo nto.

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa

Icebiso leBhayibhile lingakunceda.

 

Zilumkele Izinto Ezingeyonyani

Zininzi kakhulu iindaba ezilahlekisayo nezingeyonyani kunye nezinto ezithethwayo ekungekho bungqina bazo, ibe zinokukufaka engxakini.

Ngaba Ubugrogrisi Buya Kuze Buphele?

Leliphi ithemba esilifumana eBhayibhileni?

 

Kuthetha Ukuthini Ukuba ‘NgumSamariya Olungileyo’?

Khawuve ukuba lithetha ukuthini eli gama ibe lithathwe phi.

Ithini IBhayibhile NgeIsta?

Funda ngemvelaphi yezinto ezintlanu ezenziwa ngeholide yeIsta.

Yiyiphi Imiqondiso ‘Yemihla Yokugqibela’ Okanye ‘Eyexesha Lesiphelo’?

Ngaba iquka izifo ezosulelayo ezikhawuleza zinwenwe?

 

Kutheni Sisehlelwa Zizinto Ezibuhlungu?

Ukwazi inyani kunokukunceda uthuthuzeleke xa unengxaki.

Uyayazi Into Enokukunceda Xa Unestres?

Baninzi abantu abanestres. Kodwa zininzi izinto ezinokukunceda xa unaso.

UThixo Ukhethe Ukuba Bulawulwe Ngubani UBukumkani Bakhe?

Kubo bonke abantu abakha baphila, mnye kuphela umntu okufanelekelayo ukuba nguMlawuli woBukumkani bukaThixo.

 

Ngaba Umkhethe Ungaze Uphele?

Umkhethe ufanele uqale upheliswe engqondweni nasentliziyweni. Khawujonge ezi ndlela ziyi-⁠5 ezinokusinceda.