UVUKANI! No. 1 2020 | Uyayazi Into Enokukunceda Xa Unestres?

Baninzi abantu abanestres. Kodwa zininzi izinto ezinokukunceda xa unaso.

Ngaba Unestres?

Zininzi izinto onokuzenza ukuze ungabinastres kakhulu.

Senziwa Yintoni Istres?

Khawujonge ezi zinto zenza istres uze ujonge ukuba ayikho na wena ekwenza istres kuzo.

Yintoni IStres?

Istres yinto eqhelekileyo. Khawubone izinto ezinokwenzeka emzimbeni wakho xa unestres kakhulu.

Izinto Onokuzenza Xa Unestres

Jonga iimfundiso zeBhayibhile ezinokukunceda xa unestres.

Ungakwazi Ukuphila Ngaphandle Kwestres

Asinako ukuziphelisa zonke izinto ezisenza sibe nestres, kodwa uYehova angaziphelisa.

“Intliziyo Ezolileyo Ibubomi Emzimbeni”

La mazwi akwiMizekeliso 14:​30 anamacebiso angaphelelwa lixesha.