IMBONISELO No. 1 2020 | Uyayazi Inyani?

IBhayibhile ineempendulo zeyona mibuzo abantu abadla ngokubuza yona.

Uyafuna Ukwazi Inyani?

Kweli lizwe kugcwele abantu abathetha ubuxoki, ikhona into onokuyenza ukuze ufumane inyani kwimibuzo ebalulekileyo.

Inyani Singayifumana EBhayibhileni

Ungayithemba iBhayibhile.

Eyona Nyani NgoThixo NangoKristu

UYehova wahluke ngantoni kuYesu?

Eyona Nyani NgoBukumkani BukaThixo

IBhayibhile iyasixelela ukuba ngubani uMlawuli woBukumkani BukaThixo nokuba buza kulawula phi, buza kwenza ntoni, nabantu obuza kubawula.

Eyona Nyani Ngekamva

Zithembe izinto uThixo athembisa ukuba uza kuzenza emhlabeni, nathembisa ukuba uza benzela zona abantu abaza kuhlala kuwo.

Inyani Ingakunceda

Ukufunda inyani kwiLizwi LikaThixo kuyanceda.