Yiya kwinkcazelo

Amanqaku Ebikwiphepha Lokuqala

 

Uza Kukhetha Eyiphi INkokheli Wena?—Ithini IBhayibhile?

Nezona nkokheli zenza izinto ezintle zinezinto ezingakwaziyo ukuzenza kodwa kukho iNkokheli enye esiqinisekileyo ngayo.

Ngaba Ungakwazi Ukuba Ngumhlobo KaThixo?

Ngaba wawukhe wacinga ukubuza uThixo ukuba: “Ungubani? Uphi? Ukukhathalele na?”

 

Ngaba Umhlaba Unokukwazi Ukusinda?—Iilwandle

Ngaba umonakalo owenziwe kwiilwandle ungakwazi ukulungiswa?

Izinto Onokuzenza Xa Unestres

Jonga iimfundiso zeBhayibhile ezinokukunceda xa unestres.

Ububi Buyanda Emhlabeni Wonke

Ithini iBhayibhile?

 

Ngaba Inyani Isabalulekile?

Ngaba isekhona inyani? Ukuba ikhona, ungayazi njani?

 

Ithini IBhayibhile Ngokuthandana Kwabantu Besini Esinye?

UThixo ubajonga njani abantu abathandana nabesini esifana nesabo? Ngaba inokwenzeka into yokuba umntu akholise uThixo nakuba eneminqweno yokuthandana nabantu besini esifana nesakhe?

Ukuphumeza Imbopheleleko Yokuba Ngumzali

Unokubanceda njani abantwana bakho bajongane neengxaki zokuziphatha zale mihla?

Ngaba NguThixo Obangela Izinto Ezibuhlungu?

Abantu baqhathwa ziimfundiso ezithetha ubuxoki ngoThixo. Ithini inyani?

Zipheni Ixesha Lokuba Kunye

Kunokuba nzima ukuncokola nokuba umyeni nenkosikazi sebesegumbini elinye. Abantu abatshatileyo banokwenza njani ukuze balonwabele ixesha lokuba kunye?

Ngaba UThixo Uwakhathalele Amabhinqa?

Ukwazi impendulo kungakunceda uxole naxa uphathwa kakubi kuba ulibhinqa.

 

Iza Kuphela Nini Imilo?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi abantu baseza kuyeka ukulwa. IBhayibhile iyachaza ukuba iza kwenzeka njani loo nto.

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa

Icebiso leBhayibhile lingakunceda.

 

Zilumkele Izinto Ezingeyonyani

Zininzi kakhulu iindaba ezilahlekisayo nezingeyonyani kunye nezinto ezithethwayo ekungekho bungqina bazo, ibe zinokukufaka engxakini.

Ukufumana Ulonwabo Lokwenene

Lo Vukani! uthetha ngendlela icebiso elifumaneka eBhayibhileni elingakunceda ngayo.

 

Ngaba Isayensi Iyavumelana NeBhayibhile?

Ngaba iBhayibhile iyangqubana nesayensi?

Ungasikelelwa Ngonaphakade NguThixo Onothando

Jonga ukuba ungasikelelwa ngantoni, njani, nokuba kutheni ingelophupha njee eli lokuba ungasikelelwa ngolu hlobo.