Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IJW LIBRARY

Izinto Onokuzenza KuJW Library

Izinto Onokuzenza KuJW Library

Izinto Onokuzifumana EBhayibhileni

  • Khetha phakathi kweenguqulelo ezintandathu zeBhayibhile.

  • Thelekisa zonke iinguqulelo zeBhayibhile ngokucofa inani levesi.

  • Funda nenye inkcazelo ehambelana naloo vesi ngokucofa inkwenkwezi yombhalo osemazantsi okanye unobumba ochaza iimbekiselo.

 

Ukukhangela

  • Hambis’ umnwe wakho uye ngasekhohlo okanye ngasekunene ukuze ubone incwadi oyifundayo ngelo xesha.

  • Ungabeka uphawu nakweyiphi na ivesi okanye isahluko ukuze wazi ukuba ubuphelele phi.

  • Ungazifumana lula izinto osandul’ ukuzenza ngokucofa nje iqhosha.

  • Unokukhangela amagama okanye amabinzana kuloo ncwadi uyifunayo.