Yiya kwinkcazelo

Indalo Xa Ithelekiswa Nokuzivelela Kwezinto

Baqala Njani Ubomi?

Abantu abafundileyo noososayensi abaqondi ukuba izinto zazivelela.

Ingcombolo Engaziwayo Ngendalo

Ngaba oko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kuyangqinelana noko kufunyaniswe ngoososayensi?

Oko Sikufundiswa YiBhayibhile ngoMdali

Ngaba oko kufundiswa yiBhayibhile kuyangqinelana nobungqina obuze nesayensi?

Ngaba UThixo Wenza Izinto Ezahlukahlukeneyo Eziphilayo Zazivelela?

Akukho nto eBhayibhileni ebonisa ukuba ayivumelani noososayensi abathi uhlobo lwento ephilayo lunako ukuvelisa izinto ezahlukeneyo zohlobo olunye.

Yintoni Efundiswa YiBhayibhile Ngokuphathelele Indalo?

IBhayibhile ikwachaza ‘iintsuku’ ezintandathu zokudalwa. Ngaba ezi ntsuku zazineeyure eziyi-24?

Ulutsha Luthetha Ngokukholelwa KuThixo

Kule vidiyo yemizuzu emithathu, ulutsha olukwishumi elivisayo luchaza into elwenza luqiniseke ukuba ukho uMdali.

Isijikelezi-langa Esinezinto Eziphilayo

Bekungenakubakho nto iphilayo kulo mhlaba ukuba kwakungazange kwenzeke “ngamabona-ndenzile.” Ngaba zenzeka ngamabona-ndenzile okanye zadalwa ngumntu okrelekrele?

Ummangaliso Wendalo

Awukho umchiza obaluleke njengalo ebomini. Nguwuphi lo mchiza, yaye yintoni ewenza ubaluleke kangaka?

Iiseli Zakho—Ilayibrari Ephilayo!

Yintoni eye yenza aba sosayensi baphum’ izandla bayeka ukukholelwa ukuba izinto zazivelela?

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 1: Kutheni Ukholelwa KuThixo?

Ngaba awungethandi ukuzithemba nangakumbi xa ucacisa isizathu sokuba ukholelwe kuThixo? Fumana amacebiso eendlela zokuphendula xa umntu ethandabuza iinkolelo zakho.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 2: Kutheni Ufanele Ungayikholelwa Into Yokuba Izinto Zazivelela?

Izibakala ezithathu ezibalulekileyo zokuba ufanele ukholelwe kwelokuba izinto zadalwa.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 3: Kutheni Umele Ukholelwe Ukuba Izinto Zadalwa?

Ngaba kufuneka uphikisane nesayensi ukuze ukholelwe kwelokuba izinto zadalwa?

Ngaba Nyhani Izinto Zazivelela?

Yiyiphi inkcazelo evakala isengqondweni?

Ithini IBhayibhile Ngemfundiso Yokuzivelela Kwezinto?

Ngaba ingxelo yeBhayibhile ngendalo iyangqubana nesayensi?

Ithini IBhayibhile NgeeDinosaur?

Ngaba iyavumelana nesayensi?