Yiya kwinkcazelo

Ukwakha IiHolo ZoBukumkani Emagqagaleni

Ukwakha IiHolo ZoBukumkani Emagqagaleni

Amaqela amaNgqina kaYehova ahlanganisana ukuze akhe iiHolo zoBukumkani zawo ezimbini. Enye yayikummandla omncinane wamaFrentshi okwiikhilomitha eziyi-25 ukusuka kunxweme lwaseNewfoundland, eKhanada. Ukanti eyesibini ikwidolophu yaseHappy Valley-Goose Bay, eLabrador.