Yiya kwinkcazelo

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Indlela Yokuphila Ngemali Encinci

Ukuba nemali encinci kungakwenzela istres, kodwa amacebiso obulumko asuka eBhayibhileni angakunceda uphile ngemali encinci.

Indlela Yokusebenzisa Imali

Ukunyaniseka nokuthembana kudlala yiphi indima?

Iingxaki Zemali Namatyala—Ngaba IBhayibhile Ingakunceda

Imali ayiluzisi ulonwabo, Kodwa imigaqo yeBhayibhile emine ingakunceda kwizinto eziphathelele imali.

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Iingxabano ezininzi zeentshapho zibangelwa yimali. Funda ngendlela iBhayibhile enokukunceda ngayo kwiingxaki zemali.

Indlela Yokulumkela Inkcitho

Sukulinda de uphelelwe yimali ukuze ucinge ngendlela yokulumkela inkcitho. Funda indlela yokulumkela ukudyiwaza ungekade ungene engxakini.

Indlela Yokuhlangabezana Namatyala

Iintsapho zingenza ntoni xa kunzima ukuphuma ematyaleni?