Ubomi BaseBheteli

UBOMI BASEBHETELI

Abantu Abaninzi Batyelela Isebe ElikuMbindi Merika

Ukuze abanye batyelele eBheteli kufuneka benze umgudu. Abaninzi bahamba iintsuku ngeebhasi eziqeshiweyo. Luthini ulutsha nabantwana ngokutyelela eBheteli?

UBOMI BASEBHETELI

Abantu Abaninzi Batyelela Isebe ElikuMbindi Merika

Ukuze abanye batyelele eBheteli kufuneka benze umgudu. Abaninzi bahamba iintsuku ngeebhasi eziqeshiweyo. Luthini ulutsha nabantwana ngokutyelela eBheteli?

Ukubukwa Kwesebe LaseJamani

Eli sebe lamema abamelwane, oosomashishini kuquka nezidwesha zalapho ukuze zize kubuka. Umxholo waloo mini wawusithi “Iminyaka Eyi-30 ESelters.” Bathini abanye ababelapho kwabo bayi-3 000?

Umboniso WeBhayibhile Okhethekileyo

Ekuqaleni uYehova wayityhila injongo ngegama lakhe. Bukela indlela igama likaThixo eliye lagcinwa ngayo kwiinguqulelo eziliqela zeBhayibhile.

Siyakumema Uze Kutyelela Izakhiwo ZeBheteli EMerika

Ukhenketho luquka Ikomkhulu Lehlabathi lamaNgqina kaYehova neOfisi Yesebe yaseMerika.

Uhambo Olungalibalekiyo

UMarcellus uye wajamelana nengxaki eziliqela ngaphambi kokuba atyelele iofisi yesebe eseUnited States neKomkhulu Lehlabathi lamaNgqina kaYehova. Lwalumnandi olo hambo.

Usukelo Lweentsuku Eziyi-60

AmaNgqina kaYehova aphume kwizakhiwo ezintlanu, ezinokulinganiswa namabala ebhola ayi-11. Ngaba bakwazile ukugqiba kwangexesha?

Iminyaka Eyi-50 EWallkill

Kolu dliwano ndlebe uGeorge Couch ubalisa ngendlela amaNgqina kaYehova aye ayifumana ngayo ifama yesibini, eyaziwa ngokuba yiWatchtower Farms, kufuphi neNew York City.

Ukufuduka E-117 Adams Street

Amalungu entsapho yaseBheteli athetha ngeenkumbulo zawo ngomsebenzi wokuprinta owawusenziwa kule ndawo yaziwayo nethandwayo yaseBrooklyn.

Yiminyaka Eyi-50 Kuvunwa KwiiWatchtower Farms

Funda indlela le fama eye yatshintsha ngayo ebudeni beminyaka ukuze ihambisele phambili umsebenzi wokushumayela owenziwa ngamaNgqina kaYehova.

Ifama Eyondla Abantu Abaninzi

Funda indlela umsebenzi wokuprinta owenziwa ngayo kwiiWatchtower Farms ezikumntla weNew York owenziwa ngayo ukuze abantu bafumane uncwadi olubanceda bakhe ubuhlobo noThixo.

Abafundi Batyelela IOfisi YeSebe YamaNgqina KaYehova EMexico

Abafundi beNational School of Library and Archival Sciences batyelela iiofisi zethu eziseMexico. Omnye umfundi uthi olu tyelelo lumncede wayeka ukucalula abanye.

Indlela Impahla Ehlanjwa Ngayo EBheteli

Nyaka ngamnye abafana kunye neentombi ezikwiofisi yesebe yamaNgqina kaYehova eseUnited States basebenza nzima ukuze bahlambe iimpahla ezinobunzima obuziitoni eziyi-1 800.

Ixesha Lokuphuma Kwihotele IBossert, EBrooklyn, ENew York

AmaNgqina kaYehova athengisa isakhiwo esinemigangatho eyi-14 esenziwe ngohlobo lwaseItaly lwenkulungwane ye-14 ukuya kweye-16. Funda ngembali yeminyaka elikhulu yesi sakhiwo sithi ndijonge.

Uphawu LweWatchtower—Uphawu Oludumileyo LwaseBrooklyn

Kangangeminyaka engaphezu kweyi-40, uphawu lwekomkhulu lamaNgqina kaYehova olubhalwe ngamagama abomvu, laziwa ngabantu abaninzi baseNew York.

Iiofisi Zamasebe AmaNgqina KaYehova Zivaliwe

Funda izizathu ezibini ezibalulekileyo ezibangele ukuba sivale iiofisi ezingaphezu kwe-20.