Yiya kwinkcazelo

Amagqabantshintshi Edrama Esekelwe EBhayibhileni: Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu: Ividiyo 1—Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi

Amagqabantshintshi Edrama Esekelwe EBhayibhileni: Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu: Ividiyo 1—Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi

UYehova usichazela ukuba uza kubasindisa njani abantu. UZekariya noElizabhete bachazelwa ukuba baza kuba ngabazali bomprofeti. UYosefu noMariya baza kukhulisa uMesiya ibe kufuneka bakhusele uYesu oselusana engozini.