Ucwangiso Lwendibano Ka-2024 ethi ‘Shumayela Iindaba Ezilungileyo!’

NgoLwesihlanu

Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuLuka 2:​10​​​—“Iindaba ezilungileyo eziza kuvuyisa wonke umntu.”

NgoMgqibelo

Ucwangciso lwangoMgqibelo luthathwe kwiNdumiso 96:2 ​​​—“Vakalisani iindaba ezilungileyo zosindiso lwakhe usuku nosuku.”

NgeCawa

Ucwangciso lwangeCawa luthathwe kuMateyu 24:​14​​​—“. . . emva koko sifike isiphelo.”

Inkcazelo

Inkcazelo eza kunceda abo beze endibanweni.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

Yiya Kwindibano Yengingqi Ka-2024​​​—‘Shumayela Iindaba Ezilungileyo!’

Siyakumema ukuba uze kwindibano yalo nyaka yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova.

IINDIBANO

Uyamenywa Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2024 Ethi “Shumayela Iindaba Ezilungileyo!”

Uyamenywa kwindibano yamaNgqina kaYehova eza kuthatha iintsuku ezintathu.

IINDIBANO

Amagqabantshintshi Edrama Esekelwe EBhayibhileni: Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi

Bukela amagqabantshintshi esiqendu 1 sedrama ethi Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu. Le vidiyo iza kudlalwa kwindibano ka-2024.