Yiya kwinkcazelo

Imifanekiso Onokuzigcinela Yona!

Imifanekiso Onokuzigcinela Yona!

Sikani le mifanekiso ukuze nifundise abantwana benu.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Thandaza Nanini Na

Le vidiyo ifundisa abantwana ixesha nendawo abanokuthandazela kuyo.

YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Abulunganga Ubusela

UThixo ubujonga njani ubusela? Funda iEksodus 20:15. Bukela le vidiyo uze ufunde ezinye izinto kunye noSihle.

YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Masiye Kushumayela

Ngaba uAvela ukulungele ukuya kushumayela? Bukela ividiyo uze nawe ulungise eyakho ibhegi.

YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Ukuthi Ndiyacela Nokuthi Enkosi

USihle ufumanisa ukuba ukusebenzisa la magama kwenza umahluko.

YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Ukupha Abanye Kwenza Uvuye

Zininzi iindlela zokupha abanye izinto. Ngaba ungacinga ngezinye?

YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA

Coceka

UYehova zonke izinto zakhe uzibeke kakuhle. Funda ngendlela onokucoceka ngayo!