Yiya kwinkcazelo

Iindaba

 

2014-03-21

ERASHIYA

Isigqibo Senkundla, “Asisekho Kunyaka Ka-1937”

Ijaji yenkundla yesithili yasitshintsha isigqibo senkundla ephantsi.

2013-06-10

EFIJI

Isitshingitshane UEvan Sintlitha ISouth Pacific Islands

NgoDisemba 2012, Isitshingitshane uEvan santlitha iFiji neSamoa. Iofisi yesebe yamaNgqina kaYehova yalungiselela izinto zokunceda.

2013-06-10

KWIIPHILIPPINES

IiPhilippines Zidlakazwe YiNkanyamba UBopha

NgoDisemba 4, 2012, iNkanyamba uBopha yabulala abantu abangaphezu kwe-1 000 kwaza kwafuduswa abangaphezu kwe-970 000. AmaNgqina kaYehova ayaqhubeka enceda amaxhoba entlekele.

2013-11-22

EMERIKA

AmaNgqina KaYehova Athengisa Indawo EyayiyiHotele IBossert

AmaNgqina kaYehova athengise indawo eyayiyiHotele iBossert ekwiBrooklyn Heights enembali eNew York.

2013-11-22

EFRANSI

Ividiyo: IFransi Ibuyisela Imali YamaNgqina KaYehova Ebiyitsala Ngokungekho Mthethweni

Ummeli wamaNgqina kaYehova ucacisa isizathu sokuba urhulumente waseFransi abuyisele amaNgqina kaYehova imali engaphezu kwezigidi ezingamashumi asibhozo.

2013-11-22

EFRANSI

IFrance Ibuyisela Imali YamaNgqina KaYehova Ebiyitsala Ngokungekho Mthethweni

Emva kweminyaka eyi-15 kuhanjwa iinkundla zamatyala, ngoDisemba 11, 2012, urhulumente waseFrance uye wabuyisela amaNgqina kaYehova imali engange R70 113 860 41.

2013-11-22

EARMENIA

IArmenia Iyalelwe Ukuba Ihlawule Umonakalo Ewenzileyo KumaNgqina KaYehova Ayi-17

NgoNovemba 27, 2012, iNkundla yaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu yagweba urhulumente waseArmenia ukuba ahlawule imali eziiyuro eziyi-112 000 ($145,226) ngenxa yomonakalo awenze kubantu abayi-17 abaye bala ukwenza umsebenzi wasemkhosini ngenxa yezazela zabo.

2013-11-22

IOstriya Yayalelwa Ukuba Ibhatale AmaNgqina KaYehova Ngenxa Yokuwaphatha Kakubi

NgoSeptemba 25, 2012, iNkundla yaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu yafikelela kwisigqibo sokuba urhulumente waseOstriya unetyala lokuphatha kakubi amaNgqina kaYehova.

2014-03-21

EUKRAINE

Ityala Ligwetywe Ngendlela Efanelekileyo EUkraine

INkundla Ephakamileyo yaseUkraine yazikhaba ngawo omane iinzame zokuhlutha umhlaba wamaNgqina kaYehova.

2013-11-22

EMERIKA

Ividiyo: Pilot Program in Manhattan

AmaNgqina kaYehova aye abonisa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeelwimi ezininzi eManhattan, eNew York. Baye bathini abahlali?

2013-11-22

EJAPAN

Ividiyo: Japan—Rebuilding Lives One Year Later

AmaNgqina asaqhubeka enceda abantu abasinda kwinyikima nakwitsunami.