AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Ukraine

  • ELybokhora, eUkraine—AmaNgqina ashumayela kwilali encinane

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

HLALANI NITHE QWA!

Kuqala Unyaka Wesibini Iqhuba Imfazwe YaseUkraine—Ithembisa Ntoni IBhayibhile?

Funda ngesithembiso esiseBhayibhileni sokupheliswa kwazo zonke iimfazwe.

HLALANI NITHE QWA!

IRashiya Ihlasela I-Ukraine?—Ngaba Kwenzeka Into Eyaprofetwa YiBhayibhile

Ukuba kunjalo, ngaba iBhayibhile iyatsho ukuba iza kuphela njani le nto

HLALANI NITHE QWA!

Iicawe Nemfazwe E-Ukraine—Ithini IBhayibhile Ngaloo Nto?

Abefundisi beecawe beRashiya neUkraine bangene baphelela kule mfazwe futhi benza into ephikisanayo naleyo uYesu wafundisa ukuba abalandeli bakhe ukuba bayenze okanye bangayenzi.