AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Malawi

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Ndavumela UYehova Andibonise Indlela

Ibali Lobomi: UKeith Eaton

INDLELA ESETYENZISWA NGAYO IMINIKELO YAKHO

Indibano Yengingqi Isasazwa NgeTV Nangerediyo

Indibano ka-2020 ibifumaneka nge-intanethi, kodwa eMalawi naseMozambique abazalwana abakwazi kuthenga idata. Bayifumene njani indibano?

INDLELA ESETYENZISWA NGAYO IMINIKELO YAKHO

Istishi SeJW Sifumaneka Nalapho Kungekho Intanethi

Abazalwana base-Afrika bayibukela njani iJW Broadcasting ukuba abanayo i-intanethi?

EZISEMATHENI

Iphulo Lokubhalela Abazalwana Bethu BaseRashiya Iileta​—EMalawi

AmaNgqina KaYehova aseMalawi abalisa amava abo endlela abaye balixhasa ngayo eli phulo lokubhalela abazalwana baseRashiya iileta.

EZISEMATHENI

Abantwana Ababini BamaNgqina KaYehova Ababegxothiwe Babuyela Esikolweni

Abantwana ababini bamaNgqina KaYehova bagxothwa esikolweni ngenxa yokungavumi ukucula umhobe wesizwe. Isikolo siye sabavumela ukuba babuyele.

UMSEBENZI WOKUPAPASHA

Ukunceda Abantu Abangaboniyo BaseAfrika

Abantu abangaboniyo baseMalawi babulela ngeencwadi zabo zeBraille ezibhalwe ngesiChichewa, ulwimi lwabo lweenkobe.