Inkcazelo Ebangel’ Umdla—
- Abemi—321 773 600
- Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
- Amabandla—
- Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261
IMBONISELO
Sonwabile Ekukhonzeni UYehova Nakuba Singamahlwempu
UAlexander Ursu wazibonela ngokwakhe ukuba akakho umntu onokubayekisa ukukhonza uYehova, kwanakwelisakuba yiSoviet Union. Khawufunde la mava akhe amnandi.