AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Ghana

  • EAburi, eGhana—AmaNgqina kaYehova ashumayela ngoBukumkani bukaThixo

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Bazinikela Ngokuvumayo—⁠EGhana

Ukukhonza apho kukho indingeko yabavangeli boBukumkani, kunamahla-ndinyuka, kodwa kukwanazo neengenelo ezininzi.